Return to search

Ubomi bukaGuybon Budlwana Sinxo nemisebenzi yakhe

Includes bibliographical references (leaves. 151-156). / Injongo yokubhalwa kwalo mqulu kukuphakamisa ulwimi lwesiXhosa kunye nababhali bolu lwimi abaphilayo nabangasekhoyo. Iilwimi zesiNtu zijongelwe phantsi kakhulu azijongelwanga kumgangatho omnye neelwimi zaseNtshona. Kuluxanduva lwethu thina bayibonayo le meko ke ngoko ukuba sizithande, sizixabise kwaye siziphakamise iilwimi zethu ngokuthi sibonise ukuba nazo ziyalingana nezinye iilwimi.

Identiferoai:union.ndltd.org:netd.ac.za/oai:union.ndltd.org:uct/oai:localhost:11427/11533
Date January 2004
CreatorsNakani, Thumeka Veronica
ContributorsNyamende, Abner
PublisherUniversity of Cape Town, Faculty of Humanities, African Languages and Literatures
Source SetsSouth African National ETD Portal
LanguageXhosa
Detected LanguageUnknown
TypeMaster Thesis, Masters, MA
Formatapplication/pdf

Page generated in 0.0017 seconds