Return to search

Childhood sexual abuse and contemporary trauma theory : a visual exploration in selected South African artworks / Uphando lokubonwayo kwimisebenzi yobugcisa eMzantsi Afrika

Text in English, with abstracts and keywords in English and Xhosa / The study delves into traumatic memories rooted in the unconscious mind and the modalities of expression of traumatic memories of childhood. Specific reference is made to the trauma studies of Cathy Caruth and Bessel van der Kolk. Using a framework of contemporary trauma theory, I argue that trauma manifests through
childhood sexual abuse (CSA) manifests in trauma and that a number of artworks by myself, Penny Siopis and Nathani Lüneberg, reflect such trauma. The research is conducted as practice-led research and focuses on interpretations of selected artworks as well as a theoretical component. The body of large-scale digital paintings plays a
significant role in the research process, which implies that theory leads practice and vice versa. The work encompasses the visual exploration of CSA and it is specifically analysed according to my interpretation of symbols such as the naked female body and intimate scenes which illustrate, vulnerabilty, curtains that metaphorically
represent a view into my unconscious mind. The symbol of the uterus or the womb, where a foetus or unborn baby develops and grows, is a symbol of nurturing and protection. The artworks are primarily considered according to notions of CSA that cause betrayal and traumatic associations with sex, angst and psychological fragility
in children. The exhibition portrays the psychobiological and psyhoanalytical aspects of childhood trauma resulting from CSA. The creative work consists of four digital paintings and seven photographic artworks. The artworks in The Silent Wound Series
portray CSA, childhood trauma, and traumatic memories in the unconscious. Dealing with the understanding and representation of childhood trauma such as CSA, these themes are continuously embodied in my artworks. As the portrayal of the fragile girl
child’s body as a signifier in the artworks relates to my personal situation, I choose an empathic view of childhood trauma within the study, portraying traumatic events and the memories thereof in the unconscious. The aim of the study is to recognise how
digital painting and photography enable the representation and understanding of CSA and traumatic memories and how the silenced and abused child’s voice can be expressed through the affective and transactive quality of art. The main study objective is to investigate if traumatic memories occur in victims of CSA. / Uphononongo lungena nzulu kwiinkumbulo ezoyikisayo ezendele kwingqondo eleleyo kunye neendlela zokubonisa iinkumbulo ezibuhlungu zobuntwana.
Ngokukhethekileyo kujoliswe kuphando olwenziwe kwizifundo zomothuko zikaCathy Caruth noBessel van der Kolk. Ndisebenzisa isakhelo sethiyori yanamhlanje, ndivakalisa ukuba umothuko wokuxhatshazwa ngokwesondo ebuntwaneni (i-CSA) bubonakala kuloyiko kwaye eminye yemisebenzi yam yobugcisa, uPenny Siopis kunye noNathani Lüneberg, ibonisa uloyiko olunjalo.
Uphando lwenziwa njengophando olukhokelwa kukuziqhelanisa kwaye lujolise kutoliko lwemisebenzi yobugcisa ekhethiweyo kunye nenxalenye yethiyori. Uvimba wemizobo emikhulu yedijithali idlala indima ebalulekileyo kwinkqubo yophando,
oko kuthetha ukuba ithiyori ikhokelela ekusebenzeni kwaye
nangokuphendulelekileyo.
Umsebenzi uquka uphando olubonakalayo kwe-CSA kwaye ucazululwa ngokukodwa ngokokutolika kwam iisimboli ezinje ngomzimba wabasetyhini ehamba ze kunye nemiboniso esondeleleneyo ebonisa, ukuba sesichengeni, iikhethini ngokukwekwayo ezimele imbono kwingqondo yam eleleyo. Uphawu lwesibeleko okanye isibeleko,
apho umbungu okanye usana olungekazalwa lukhula khona kwaye lukhule, siluphawu lokondla nokukhusela. Imisebenzi yobugcisa iqwalaselwa ikakhulu ngokwemibono ye-CSA ebangela ukungcatshwa kunye nomanyano oludakumbisayo
ngezesondo, ixhala kunye nobu-ethe-ethe ngokwengqondo ebantwaneni.
Umboniso uzoba iimeko zengqondo ephilayo kunye nohlalutyo lwengqondo elimeleyo yobuntwana ebangelwe yi-CSA. Umsebenzi wobugcisa unemizobo emine yedijithali kunye neefoto zobugcisa esixhenxe. Imisebenzi yobugcisa kwi-Silent Wound Series izoba i-CSA, umothuko wobuntwana, kunye neenkumbulo ezibuhlungu ezikwingqondo eleleyo. Ukusebenza nokuqonda nokutolika
ukwenzakaliswa kobuntwana okufana ne-CSA, le mixholo ihlala iyinxalenye kwimisebenzi yam yobugcisa.Njengoko ukwenza uzobo lomzimba o-ethe-ethe womntwana oyintombazana njengomboniso kwimisebenzi yobugcisa kunxulumene nemeko yam yobuqu, ndikhetha umbono onovelwano wokwenzakala kobuntwana kolu phononongo, ndibonisa iziganeko ezihlasimlis 'umzimba kunye neenkumbulo
zazo ezingqondweni ezileleyo.
Injongo yophando kukufuna ukuqonda ukuba imizobo ngedijithali kunye nokufota kukwenza njani ukumelwa kunye nokuqondwa kwe-CSA neenkumbulo ezenzakalisayo nokuba ilizwi elithulisiweyo nempatho-mbi yomntwana linokuvakaliswa njani ngokomgangatho ochaphazelayo notshintshayo wobugcisa.
Eyona njongo iphambili yophando kukuphanda ukuba iinkumbulo ezibuhlungu ziyenzeka kumaxhoba e-CSA. / Arts and Music / M.V.A.

Identiferoai:union.ndltd.org:netd.ac.za/oai:union.ndltd.org:unisa/oai:uir.unisa.ac.za:10500/27260
Date08 1900
CreatorsJooste, Ané
ContributorsLüneburg, Nathani
Source SetsSouth African National ETD Portal
LanguageEnglish
Detected LanguageEnglish
TypeDissertation
Format1 online resource (xiv, 126 unnumbered leaves) : illustrations, color photographs, application/pdf

Page generated in 0.0031 seconds