Return to search

Uhlalutyo lwesemantiki yelekhisikoni yezenzi zentshukumo u-qengqeleka, -tshona, -jikeleza no -tyibilika

Thesis (MA)--University of Stellenbosch, 2004. / ENGLISH ABSTRACT: This study explores the lexical semantics of the motion verbs -qengqeleka, -tshona,
jikeleza and -tyibilika in Xhosa.
In Chapter 1 the aims of the study are stated. Properties about the lexical semantic
analysis of the verbs -qengqeleka, -tshona, -jikeleza and -tyibilika as well as the
generative lexicon theory posited by Pustejovsky (1996) are discussed. The theoretical
framework as it relates to the analyses and the organisation of study are also outlined in
this chapter.
Chapter 2 addresses in more detail the type system for semantics. The generative theory
of the lexicon postulated by Pustejovsky includes multiple levels of representation for
different types of lexical information needed. Among such levels are argument structure,
event structure, qualia structure and inheritance structure. Chapter 2 also represents in
more detail the qualia structure and the role they play in distributing the functional
behaviour of words and phrases in composition.
Chapter 3 examines the lexical semantics of the verbs -qengqeleka, -tshona, -jikeleza
and -tyibilika to account for the range of selectional properties of the NP subject
arguments of the verbs -qengqeleka, -tshona, -jikeleza and -tyibilika and the various
interpretations that arise in terms of composition with its complement arguments. The
polysemous behaviour of the verbs -qengqeleka, -tshona, -jikeleza and -tyibilika is
examined in sentence alternation construction with respect to event structure properties.
The lexical representation in terms of argument structure and event structure of the verbs
-qengqeleka, -tshona, -jikeleza and -tyibilika in different sentences is also investigated.
Chapter 4 is the conclusion of the study, and presents a summary of the findings of the
previous chapters on the lexical semantic analysis of the motion verbs -qengqeleka,
-tshona, -jikeleza and -tyibilika in Xhosa. / AFRIKAANSE OPSOMMING: Hierdie studie ondersoek die leksikale semantiek van die bewegingswerkwoorde
-qengqeleka, -tshona, -jikeleza en -tyibilika in Xhosa.
In Hoofstuk 1 word die doelstellings van die studie uiteengesit. Eienskappe van die
leksikaal-semantiese analise van die werkwoorde -qengqeleka, -tshona, -jikeleza en
-tyibilika word bespreek. Die raamwerk van die Generatiewe Leksikon teorie, soos
gepostuleer deur Pustejovsky (1996) word ook bespreek. Die teoretiese raamwerk en
organisasie van die studie word ook in hierdie hoofstuk uit een gesit.
Hoofstuk 2 behandel in meer besonderhede die teorie van Generatiewe Leksikon, in die
besonder die semantiese tipe sisteem. Die Generatiewe teorie van die Leksikon soos
ontwikkel deur Pustejovsky bevat veelvuldige vlakke van representasie vir die verskillende
tipes leksikale inligting benodig. Hierdie vlakke sluit in: Argumentstruktuur,
Gebeurtenisstruktuur, Oualiastruktuur, en Leksikale erwingstruktuur. Hoofstuk 2 gee ook 'n
meer gedetaileerde oorsig van die Oualia struktuur en die rol wat dit speel in die
funksionele gedrag van woorde en frases in komposisie met mekaar.
Hoofstuk 3 ondersoek die leksikale semantiek van die werkwoorde -qengqeleka, -
tshona, -jikeleza en -tyibilika om 'n verklaring te gee vir die verskeidenheid
seleksiebeperkings van hierdie werkwoorde en die verskeidenheid interpretasies wat na
vore kom in terme van die komposisie van hierdie werkwoorde met hulle komplement
argumente. Die polisemiese gedrag van hierdie werkwoorde word verder ook ondersoek
met betrekking tot die gebeurtenisstruktuur ('event structure') eienskappe daarvan. Die
leksikale representasie in terme van argumentstruktuur en gebeurtenisstruktuur van die
werkwoorde -qengqeleka, -tshona, -jikeleza en -tyibilika in verskillende sinne word
ondersoek.
Hoofstuk 4 is die konklusie van die studie, en bied 'n opsomming van die hoofbevindinge
van die voorafgaande hoofstukke oor die leksikaal-semantiese analises van die
bewegingswerkwoorde -qengqeleka, -tshona, -jikeleza en -tyibilika. / ISISHWANKATHELO
Esi sifundo siphonononga uhlalutyo Iwesemantiki yelekhisikoni yezenzi zentshukumo -
qengqeleka, tshona, jikeleza notyibilika.
UMongo wesifundo uxeliwe kwisahluko 1. Iziphumo zohlalutyo Iwesemantiki yelekhisikoni
yezenzi u- qengqeleka, tshona, jikeleza notyibilika ngokunjalo nengcingane
yelekhisikoni evelisayo ngokuka Pustejovsky (1996) zixoxiwe. Ubume bengcingane kunye
nolungiselelo Iwesifundo zikwaxoxiwe kwesi sahluko.
Isahluko 2 siyila indlela emisiweyo yohlobo Iwesemantiki yethu. Ingcingane evelisayo
yelekhisikoni iquka imigangatho emininzi yenkcazelo ngokwentlobo ezahlukeneyo ezifuna
ulwazi Iwesemantiki. Eminye yale migangatho lulwakhiwo Iwe-adyumenti, ulwakhiwo
Iwesiyaneko, ulwakhiwo Iwekhwaliya kunye nolwakhiwo loêalo. Isahluko 2 sikwabonisa
ngokucace kakhulu ngolwakhiwo Iwekhwaliya ngendima edlaliweyo ekusasazeni impatho
yomsebenzi wamagama namabinzana kwindibaniso.
Isahluko 3 sivavanya uhlalutyo Iwesemantiki yelekhisikoni yezenzi u- qengqeleka,
tshona, jikeleza notyibilika ngokwengcaciso yodweliso Iweempawu ezikhethiweyo zeadyumenti
yebinzana lesibizo esiyintloko sezenzi u- qengqeleka, tshona, jikeleza
notyibilika kunye notoliko olwahlukeneyo oluvela ngokwamagama endibaniso ngokweadyumenti
yemfezekiso. Impatho yentsingiselo ezininzi zezenzi u- qengqeleka, tshona,
jikeleza notyibilika ivavanyiwe kulwakhiwo lotshintshwano Iwezivakalisi ngokuhlomela
iimpawu zolwakhiwo Iwesiganeko. Inkcazelo yelekhisikoni ngokwamagama olwakhiwo
Iwe-adyumenti kunye nolwakhiwo Iwesiganeko sezenzi u- qengqeleka, tshona, jikeleza
notyibilika kwiziVakalisi ezahlukeneyo zikwaphengululiwe.
Isahluko 4 sisiqukumbelo, esishwankathela iziphumo zezahluko ezingaphambili kwesi
sifundo kuhlalutyo Iwesemantiki yelekhisikoni yezenzi zentshukumo u- qengqeleka,
tshona, jikeleza notyibilika kwisiXhosa.

Identiferoai:union.ndltd.org:netd.ac.za/oai:union.ndltd.org:sun/oai:scholar.sun.ac.za:10019.1/50210
Date03 1900
CreatorsRoto, Gcobani Lucas
ContributorsVisser, M. W., Stellenbosch University. Faculty of Arts and Social Sciences. Dept. of African Languages.
PublisherStellenbosch : Stellenbosch University
Source SetsSouth African National ETD Portal
Languagexh_ZA
Detected LanguageUnknown
TypeThesis
Format250 p.
RightsStellenbosch University

Page generated in 0.0019 seconds