Although Eduardo Mondlane University (UEM) has the longest history of BA Honours level translator and interpreter training in Mozambique, the university still lacks an effective model for the development of translation and interpreting competence in students. To address this problem, the present study seeks to find a practical model for the training of Mozambican professional translators and interpreters at BA Honours level that can guide the design of conducive curricula. The critical question the study attempts to answer is: What model for developing translation and interpreting competence could lead to an effective curriculum design that best meets the employment needs of Mozambican students? To this end, the study has been designed as action-research because this design enables better understanding and improvement of training processes (Cravo & Neves 2007). Three data collection tools are used to generate both qualitative and quantitative data from over 120 participants, namely: (i) a survey, (ii) an English translation test and (iii) a sample of archived Portuguese translations produced by former students. The survey findings suggest the need for a model whereby translators and interpreters are trained simultaneously within the same programme. Moreover, the results of macro- and micro-textual analysis show that, overall, the translation competence of former students is poor, suggesting that the current curriculum at UEM is failing to produce BA Honours translation/interpreting professionals. The proposed solution would be a curriculum based on a new integrated translation and interpreting competence development model with the following four pillars: communicative competence, general knowledge, strategic competence and service provision. / Nangona iyunivesithi iEduardo Mondlane University (UEM) inembali kwizifundo zesidanga esiphakamileyo (BA Honours) kuqeqesho lwabaguquleli neetoliki eMozambique, le yunivesithi ayikabi namzekelo unguwo nosebenzayo ekuphuhliseni izakhono zokuguqula nokutolika kubafundi bayo. Ukukhawulelana nale ngxaki olu phando lujolise ekufumaneni owona mzekelo usebenzayo onokusetyenziswa nonokuthi ube sisikhokelo kuyilo lwekharityhulam yesidanga esiphakamileyo iBA Honours esithatha iminyaka emine ekuqeqesheni abafundi babe ngabaguquleli neetoliki eziphume izandla zaseMozambique. Umbuzo ongundoqo nozanywa ukuphendulwa lolu phando ngulo: Ngowuphi umzekelo wokuphuhlisa izakhono zokuguqulela nokutolika onokukhokelela kuyilo lwekharityhulam esebenzayo nefezekisa iimfuno zengqesho zabafundi baseMozambique? Kungoko olu phando luye lwasebenzisa indlela yokuphanda ekuthiwa yi-action research eyenza kube lula ukuqonda nokuphucula iinkqubo zoqeqesho (Cravo & Neves 2007). Kuye kwasetyenziswa iindlela ezintathu zophando ukufumana ulwazi kubathathi-nxaxheba abali-120 ezizezi: (1) uvavanyo lwezimvo, (ii) uvavanyo lwenguqulelo yesicatshulwa esibhalwe ngesiNgesi kunye (iii) neenguqulelo zesiPhuthukezi ezenziwe ngabafundi bangaphambili ezigciniweyo. Iziphumo zeemvavanyo zezimvo zibonisa ukuba kufuneka kukho umzekelo onokusetyenziswa ekuqeqesheni abaguquleli neetoliki ngaxeshanye phantsi kwenkqubo enye. Ukongeza koku, iziphumo zohlalutyo lwesicatshulwa zibonise ukuba izakhono zokuguqulela zabafundi bangaphambili azikho mgangathweni, nto leyo ethetha ukuba ikharityhulam esetyenziswayo eUEM iyasilela ekukhupheni abaguquleli neetoliki ezinobuchule neziziincutshe. Isisombululo esicetyiswayo ke ngoko, sesokuba kubekho ikharityhulam ehlangeneyo eza kuphuhlisa izakhono zabaguquleli neetoliki esekelwe kwiintsika ezine ezizezi: isakhono sonxibelelwano, ulwazi jikelele, isakhono sobuchule kunye nokunikezwa kweenkonzo. / Nakuba iNyuvesi i-Eduardo Mondlane University (i-UEM) isinomlando omude kakhulu wokuqeqesha abahumushi notolika ezingeni leziqu ze-BA Honours eMozambique, le nyuvesi ayikabi nayo indlela esebenzayo yokuthuthukisa amakhono ezitshudeni kwezokuhumusha nokutolika. Ukubhekana nale nkinga lolu cwaningo kuhloswe ngalo ukuthola indlela esebenzayo yokuqeqesha ongoti babahumushi notolika baseMozambique ezingeni leziqu ze-BA Honours (iziqu zeminyaka emine) ezingahlahla indlela yokuklama uhlelo lwezifundo olungasiza kule nkinga. Umbuzo omkhulu lolu cwaningo oluzama ukuwuphendula ngothi: Iyiphi indlela yokuthuthukisa amakhono okuhumusha nokutolika engaholela ekuklanyweni kohlelo lwezifundo olungahlangabezana nezidingo zokuqasheka kwezitshudeni zaseMozambique? Ukufeza le nhloso, lolu cwaningo lusebenzisa uhlelo lokucwaninga olubizwa nge-action-research ngoba luyasiza ekuqondeni kangcono nasekuthuthukiseni inqubo yokuqeqesha (Cravo & Neves 2007). Kusetshenziswa amathuluzi amathathu okuqoqa imininingobunjalo nemininingobuningi evela kubabambiqhaza abangaphezu kwabayi-120, okuyilokhu: (i) ngohlolocwaningo (i-survey), (ii) ngesivivinyo sesihumusho sesiNgisi (iii) nangesampula lezihumusho zesiPutukezi zabafundi baphambilini. Okutholakale kulo uhlolocwaningo kuveza isidingo sendlela yokuqeqesha abahumushi notolika kanyekanye ohlelweni lokufundiswa olufanayo. Ngaphezu kwalokho, imiphumela yokuhlaziywa kwemibhalo nezimo eyabhalwa ngaphansi kwazo ibonisa ukuthi, ngokubanzi, amakhono okuhumusha abafundi baphambilini awamahle, okuyinkomba yokuthi uhlelo lwezifundo lwamanje e-UEM luyehluleka ukukhiqiza ongoti bokuhumusha nokutolika ezingeni le-BA Honours. Isixazululo esiphakanyiswayo ngesendlela entsha esuselwa ekuthuthukiseni amakhono edidiyela ukuhumusha nokutolika, enalezi zinsika ezine ezilandelayo: amakhono kwezokuxhumana, ulwazi ngokubanzi, ikhono lokusebenzisa amasu, nokuhlinzekwa kwezidingo. / Linguistics and Modern Languages / D. Phil. (Languages, Linguistics and Literature)
Identifer | oai:union.ndltd.org:netd.ac.za/oai:union.ndltd.org:unisa/oai:uir.unisa.ac.za:10500/25292 |
Date | 26 February 2019 |
Creators | Magaia, Armando Adriano |
Contributors | Moropa, C. K. |
Source Sets | South African National ETD Portal |
Language | English |
Detected Language | English |
Type | Thesis |
Format | 1 online resource (xx, 270 leaves) : illustrations (some color), color graphs |
Page generated in 0.0026 seconds