Return to search

An analysis of human rights training in SAPS : a case study

In this study the researcher’s focus was on the analysis of human rights training in SAPS, a case study in Gauteng. The whole study is covered by over seven chapters. In chapter one, the introduction to human rights is discussed and the reason that motivated the researcher to pursue the study under the topic. Most importantly the aim and objectives of the study are outlined. Chapter two main focuses is on the regulatory frameworks of human rights training and programmes. In chapter three the attention is on the international best practice for police training in human rights, as any police training is benched marked internationally. Chapter four the researcher explains the research methodology used in this study, as it is important for the reader to have an understanding. Chapter five discusses the data that is collected and the analysis thereof by using nine themes to analyze data. In chapter six the discussion is based on the finding of data analysis from chapter five. Finally the researcher in chapter seven gives the summary of the study, the recommendations and conclusion on how to improve the training of human rights in the SAPS. / Kulolu cwaningo, umcwaningi ugxile ekuhlaziyeni uqeqesho kwezamalungelo abantu kwa-SAPS, kubhekwa kabanzi okwenzeka eGauteng. Ucwaningo oluphelele lwethulwa ezahlukweni eziyisikhombisa. Kwisahluko sokuqala, kwethulwa ingxoxo ngamalungelo abantu kuphinde kunikezwe izizathu ezigqugquzele umcwaningi ukuba enze lolu cwaningo ngaphansi kwalesi sihloko. Okubaluleke kakhulu, injongo nezinhloso zocwaningo kubaluliwe. Isahluko sesibili sigxile kakhulu ezinhlakeni ezilawulayo zoqeqesho kwezamalungelo abantu kanye nezinhlelo. Esahlukweni sesithathu, kubhekwa kakhulu indlela eyimpumelelo amanye amazwe enza ngayo maqondana nokuqeqeshwa kwamaphoyisa kwezamalungelo abantu, njengoba kubhekwa ngokuqhathanisa nanoma yiluphi uqeqesho lwamaphoyisa emazweni omhlaba. Kwisahluko sesine, umcwaningi uchaza indlela yokucwaninga esetshenziswa kulolu cwaningo, njengoba kubalulekile ukuba ofundayo akuqonde akufundayo. Isahluko sesihlanu sidingida imininingwane eqoqiwe kanye nokuhlaziywa kwayo ngokusebenzisa izingqikithi eziyisishiyagalolunye zokuhlaziya imininingwane. Kwisahluko sesithupha, ingxoxo incike kulokho okutholakele uma kuhlaziywa imininingwane esahlukweni sesihlanu. Okokugcina, kwisahluko sesikhombisa, umcwaningi unikeza isifinyezo socwaningo, izincomo kanye nesiphetho maqondana nendlela okungathuthukiswa ngayo uqeqesho kwezamalungelo abantu kwa-SAPS. / Kwesi sifundo umphandi ugxininise kuhlalutyo loqeqesho ngamalungelo oluntu, qeqesho olo lwenziwa kumalungu eSAPS, ngesifundo samava eGauteng. Isifundo esi sisonke siqulethe izahluko ezingaphaya kwesixhenxe. Kwisahluko sokuqala, kuxoxwa ngokwaziswa kwamalungelo oluntu nesizathu esiqhubele ekubeni umphandi alandele isifundo phantsi kwesi sahluko. Okona kubaluleke kakhulu kukuchazwa kweenjongo neziphumo ezibonakalayo zesi sifundo. Isahluko sesibini sigxininisa kwisakhelo solawulo loqeqesho neenkqubo zamalungelo oluntu. Kwisahluko sesithathu kuqwalaselwa kweyona ndlela ingcono kulo lonke ihlabathi, kuqeqesho lwamapolisa malunga namalungelo oluntu, njengoko naluphi na uqeqesho lwamapolisa lusekelwa kwindlela ekwenziwa ngayo kwihlabathi liphela. Kwisahluko sesine umphandi ucacisa indlela yophando ayisebenzisileyo kwesi sifundo, kuba oku kubalulekile ekuqondeni komfundi. Isahluko sesihlanu sixoxa ngeenkcukacha zolwazi eziqokelelweyo ukuze zihlalutywe ngokusebenzisa imixholo emihlanu yokuhlalutya iinkcukacha zolwazi. Kwisahluko sesithandathu ingxoxo isekelwe kokufunyaniswe kuhlalutyo lweenkcukacha zolwazi olwenziwe kwisahluko sesihlanu. Ekugqibeleni, kwisahluko sesixhenxe umphandi unika isishwankathelo sesifundo, iingcebiso nezigqibo malunga nendlela ekunokuphuculwa ngayo uqeqesho malunga namalungelo oluntu kwiSAPS. / Police Practice / M. A. (Criminal Justice)

Identiferoai:union.ndltd.org:netd.ac.za/oai:union.ndltd.org:unisa/oai:uir.unisa.ac.za:10500/24975
Date29 October 2018
CreatorsLukele, J
ContributorsSnyman, Rika, 1958-
Source SetsSouth African National ETD Portal
LanguageEnglish
Detected LanguageEnglish
TypeDissertation
Format1 online resource (xiv, 165 leaves) : illustrations, color maps

Page generated in 0.002 seconds