The consumer advice article in Xhosa as genre-text

Thesis (MA)--University of Stellenbosch, 2000. / ENGLISH ABSTRACT: The study investigates text properties of the consumer-advice magazine article in Xhosa
within the framework of the genre-based approach to literacy and writing. The view of
writing as component of the communication competence component in Grabe and Kaplan's
(1996) theory of writing is assumed. It is argued that the analysis of (non-fictional) genres
is a core ability in terms of the specifications of Curriculum 2005 for outcomes-based
language teaching for writing skills. The term genre as it is used within genre theory refers
to a (non-fictional) text which has an identifiable social (or cultural) purpose, an
identifiable form (including beginning, middle and end) and specific constrains on the
possible deviations allowed in its form. This study will examine seven BONA magazine
articles to establish what identifiable generic properties can be attributed to these genretexts.
The cognitive move structure of these magazine articles on consumer advice will be
analysed to determine whether a typical move structure occurs for this genre.
The text-linguistic properties of the various magazine articles will be investigated invoking
Grabe and Kaplan's model of text-structure. In particular, properties like pronominal
reference conjunctive devices, which contribute to text coherence and cohesion will be
considered as well as lexical choices as a reflection of communicative purpose.
Finally, the study will briefly address the issue of the significance of the genre-text
knowledge underlying writing skills as the relevant kind of knowledge to be developed in
terms of the specifications of outcomes-based language teaching in Curriculum 2005. The
kind of analytic skills exemplified in the examination of the Xhosa magazine articles are
therefore necessitated for accomplishing the outcomes for writing. The nationale for
developing such analytic abilities with respect to writing skills is to empower learners to be
competent writers in their future career lives. / AFRIKAANSE OPSOMMING: Hierdie studie ondersoek die teks-struktuur eienskappe van die verbruikers-advies
tydskrifartikel in Xhosa binne die raamwerk van die genre-gebaseerde benadering tot
geletterdheid en skryfvaardigheid. Die beskouing van skryfvaardigheid as 'n komponent
van die kommunikasievaardigheid komponent in Grabe en Kaplan (1996) se teorie van
skryfvaardigheid word aanvaar. Daar word geargumenteer dat die analise van nie-fiksie (of
nie-literêre) genres 'n kemvermoë is in terme van die spesifikasies van Kurrikulum 2005 vir
uitkoms-gebaseerde taalonderrig van skryfvaardigheid. Die terme genre, soos dit gebruik
word in genre-teorie verwys na 'n (nie-fiksie) teks met 'n identifiseerbare sosiale,
kommunikatiewe of kulturele doelstelling, 'n identifiseerbare vorm (insluitende 'n begin,
middel en einde) en spesifieke beperkings rakende die toelaatbare afwykings in vorm. Die
studie sal sewe BONA tydskrifartikels ondersoek om te bepaal watter identifiseerbare
eienskappe toegeskryf kan word aan hierdié genre-tekste. Die kognitiewe skuif-struktuur
van hierdie tydskrifartikels oor verbruikersadvies salontleed word om te bepaal watter
tipiese skuif-struktuur voorkom vir hierdie genre.
Die teks-linguistiese eienskappe van die verskillende tydskrifartikels salondersoek word
deur die model van Grabe en Kaplan te gebruik. In die besonder, eienskappe soos
voornaamwoordelike verwysing, voegwoord-meganismes wat bydra tot tekskoherensie en
kohesie salondersoek word, asook leksikale (woord) keuses as 'n refleksie van die skrywer
se kommunikatiewe doelstelling.
Laastens, sal die studie kortliks vraagstukke ondersoek rakende die belang van die genreteks
kennis wat onderliggend is aan skryfvaardigheid as die relevante soort kennis wat
ontwikkel moet word in terme van die spesifikasies van uitkoms-gebaseerde taalonderrig in
Kurrikulum 2005. Die soort analitiese vaardighede wat na vore kom in die ondersoek van
die Xhosa tydskrifartikels word genoodsaak ten einde die uitkomste vir skryfvaardigheid te
bereik. Die motivering vir die ontwikkeling van sodanige analitiese vermoëns ten opsigte
van skryfvaardigheid is om leerders te bemagtig om 'n goeie skryfvaardigheid te hê in hulle
toekomstige beroepe. / ISICATSHULWA ISIXHOSA: Esi sifundo sinika sikwabonisa ngokupheleleyo ukuba nabani na obhalayo rnakacacelwe
ukuba ubhalela isizwe, ngoko ke rnakabe neenjonge. Makaqiqe akucingisise oko
akukhethele ukutyebisela uluntu ngako.
Ibonisiwe imigaqo elandelwa ziingcali zaphesheya nezimvo zazo ngobhalo lwesicatshulwa
kwaneengxaki abathe bahlangana nazo. Esi sicatshulwa sigxininise kwirnigaqo ernayi
landelwe yikharikyularn equlunqwe yalungiselelwa izikolo. Kwikharikyulam kuboniswa
ukuba xa kufundiswa ukubhala urnfundi obhalayo, utitshala obhalayo, isikolo, izixhobo
zokufundisa kwaneendlela zokufundisa zibaluleke ngokufanayo nangokulinganayo.
Kaloku olu hlobo lwesilabhasi lujolise kwiziqhamo.
Indlela zokubhala zinikiwe kubekwa umnwe kwindlela apho urnbhali abhalela ukuxela into
ethile phofu ezarna ukuqweqwedisela iingqondo zabantu kurnba othile. Iintlobo
zokubhaliweyo nazo ziphononongiwe kwaze kwaqononondiswa kuleyo urnntu abhalela
ukugqithisa ulwazi ngento ethile. Okubalulekileyo kokokuba lowo ubhalayornakakhethe
okunorndla yaye kube serngangathweni.
Izicatshulwa ezichongiweyo apha kwesi sifundo zihlonyulwe kwirnagazini yesiXhosa
iBona. Zonke zichazwe gabalala phaya kwisahluko sesine, izizicatshulwa ezingeso
labathengi. Kweli liso labathengi kucetyiswa kufundiswa abathengi ngeendlela
zokuqoqosha ngernpurnelelo njengoko arnaxabiso enyuka umhla nezolo.
Incwadi ebhalwe nguGrabe noKaplan isibonisa indlela erna ilandelwe xa ufundisa
umntwana ukubhala. Bagxininise kwiiphararnitha: ngubani obhala ntoni, ebhalela bani,
enayiphi injongo, ngoba, nini, phi, njani. Ezi phararnitha zisetyenzisiwe ukuphengulula
nokuhlalutya ezi ziqwengana zikhethwe kwirnagazini iBona. Esi sifundo sigxininisa
kwicala losetyenziso - lwirni kulo rnzekelo. Esi sifundo siphinde saxoxa nzulu ngonxulumano olukhoyo phakathi kwezi ziqwengana
zichongwe kwiBona ezingeso labathengi kunye neziqhamo ezisixhenxe ezidweliswe
zacaciswa kuxwebhu lwe-OBE (Outcome-based Education) olulungiselelwe izikolo. Olu
xwebhu lwe-OBE luzama lusikhanyisela ukuba umntwana xa ebhala isicatshulwa
makazicwangcise ngokukuko izimvo zakhe. Ingaba uyakuqonda ekuva na oko kuqulathwe
koko akubhalileyo.
Umzekelo esiwunikwe ngokaBathia we 'moves' ezisixhenxe athi zinokuchongwa
kokubhaliwe yo, nawo usetyenzisiwe ukuxovula isicatshulwa ngasinye. Kolo xovulo
kufumaniseke ukuba zintandathu kuphela i'moves' ezichongeka nezifumaneka kwezi
zicatshulwa zeBona.

Identiferoai:union.ndltd.org:netd.ac.za/oai:union.ndltd.org:sun/oai:scholar.sun.ac.za:10019.1/51951
Date12 1900
CreatorsDlepu, Seziwe Everrette
ContributorsVisser, M., Stellenbosch University. Faculty of Arts and Social Sciences. Dept. of African Languages.
PublisherStellenbosch : Stellenbosch University
Source SetsSouth African National ETD Portal
Languageen_ZA
Detected LanguageUnknown
TypeThesis
Format199 p. : ill.
RightsStellenbosch University

Page generated in 0.003 seconds