Thesis (MA)--University of Stellenbosch, 2002. / ENGLISH ABSTRACT: This study investigates the genre-theoretic analystic properties of social commentary texts
in isiXhosa which are extracted from the Bona magazine. These five articles are genres
which all just deal with social commentary issues.
This study will first explore the broad genre-based theoretical approach to the investigation
of the isiXhosa texts as social commentary texts. The genre-theoretic approach will be
utilized as framework for discourse properties of the Xhosa texts and a review will be given
of the linguistic competence component of the more general theory of writing advanced by
Grabe and Kaplan (1996). It will be argued that the theory of Grabe and Kaplan (1996) is
suitable as a framework for teaching writing, because it incorporates the ethnography of
writing which entails that a detailed analysis of texts should address the following
questions: who writes what to whom for what purpose, why and how.
In terms of the parameter "write" which is examined extensively in this study the aspects of
text analysis examined include topic structuring, coherence, text cohesion, lexical choices
as a reflection of communicative purpose as well as cognitive move structure or structural
description which is discussed in Bhatia (1993). These text-linguistic properties of the
genre-theoretic approach will be investigated invoking Grabe and Kaplan's model of text
construction.
Finally, this study will also explore the relationship between the ethnography of writing,
learning outcomes 3, 4 and 5 of Grade 9 and their related assessment standards in
Curriculum 2005. The study explores questions of how Grabe and Kaplan's model can be
effectively employed in the analysis of texts in language teaching in Curriculum 2005. / AFRIKAANSE OPSOMMING: Hierdie studie ondersoek die genre-analitiese kenmerke van sosiale kommentaar tekste in
isiXhosa wat verkry is uit die BONA tydskrif. Die vyf artikels is genres wat almal verband
hou met sosiale kommentaar vraagstukke.
Die studie sal eerstens die breƫ genre-gebaseerde benadering tot die analise van die
isiXhosa tekste ondersoek. Die genre-teoretiese benadering sal aangewend word as
raamwerk vir die ondersoek van diskoers eienskappe van die Xhosa tekste, en In oorsig
word gegee van die taalvermoƫ komponent van die meer algemene teroeivan skryf
gepostuleer deur Grabe en Kaplan (1996). Daar word aangevoer dat die teorie van Grabe
en Kaplan toepaslik is as In raamwerk vir die onderrig van skryfvaardigheid daar dit ook
die etnografie van skryf inkorporeer, wat meebring dat In gedetaileerde analise van tekste
ook die volgende vrae moet aanspreek: Wie skryf wat aan wie vir watter doel, waarom
en hoe.
Ten opsigte van die "skryf" parameter, wat uitgebreid ondersoek word in hierdie studie,
word aspekte beskou wat insluit inligting strukturering, onderwerp strukturering
koherensie, teks kohesie, leksikale keuses as In refleksie van kommunikatiewe doel, sowel
as kognitiewe skuif struktuur of strukturele beskrywing, wat bespreek word in Bhatia
(1993). Hierdie teks-linguistiese eienskappe binne die genre-teoretiese benadering sal
ondersoek word met betrekking tot Grabe en Kaplan se model van tekskonstruksie.
Laastens ondersoek hierdie studie ook die verband tussen die etnografie van skryf- en
leeruitkomste 3, 4 en 5 van Graag 9, tesame met die verbandhoudende
assesseringstandaarde, in Kurrikulum 2005. Die studie ondersoek vrae van hoe die genre
analise van tekste in taalonderrig in Kurrikulum 2005 doeltreffend aangewend kan word. / ISICATSHULWA : Olu fundo luyaphanda ngohlahlelo lohlobo Iwesakhiwo Iwencwadi enenkcazo yezentlalo
yeembalo zesiXhosa ezithi zithatyathwe kwimagazini yeBona. La manqaku mahlanu olu
hlobo athi ajongane nemicimbi yencwadi echaza ngezentlalo.
Olu fundo luyakutlu luvelise ngokubanzi iimbalo ezisekeke kwindlela yesakhiwo
sokuphanda ngembalo zesiXhosa njengezona mbalo eziluncwadi olunenkcazo. Indlela
yohlobo Iwesakhiwo luyakuthi lusetyenziswe njengophahla ekuhlahleleni iilwimi, ubuchule
kunye nemihlaba yokufundisayo kwimbalo zesiXhosa kunye nokunika umboniso welungu
lobuchule besakhiwo esiphangaleleyo ekubhaleni ngobunzulu nguGrabe noKaplan (1996).
Kuyakuthi kuxoxwe ukuba uGrabe noKaplan (1996) kwisakhiwo sabo uthi alungele
ubuchule bokufundisa ukubhala, kuba ithi ingeneiele kuninkcazo yobunzululwazi
yokubhala ethi ivelise ukuba uhlahlelo olunamanqanaba Iwembalo lubonisa le mibuzo
ilandelayo: ngubani obhalayo ntoni kubani enaziphi injongo, kutheni kunye
nakanjani?
Phantsi kweparamitha "ukubhala" ekuthi kubeyiyona ende kakhulu kolu fundo ebonakalisa
imiba yohlahlelo Iwembalo efana nentloko yolwazi, (edibanisa imihlaba) yobumbo lolwazi
oluyintloko, unamathelwano, imbalo enamathelanayo, ukhetho Iwezichazimagama ezizona
zibonakalisa injongo zonxibelelwano nangokunjalo nobumbo oluhambayo lobunzululwazi
bengqondo okanye inkcazelo ebumbekileyo ethi icaciswe nguBhatia (1993). Le mihlaba
yembalo zeelwimi zendlela yohlobo Iwesakhiwo ziyakuthi ziphandwe zivelisa uGrabe
noKaplan kumzekelo wabo wobumbo Iwembalo.
Okokugqibela, olu fundo luyakuphinde luvelise ukuzalana phakathi kwenkcazo
yobunzululwazi bokubhala, ezifundo iziphumayo 3, 4 kunye nesesi 5 sesigaba 9 kunye
namanqanaba _okuhlola ahamba nazo. Olu fundo luvelisa imibuzo ukuba uGrabe
noKaplan kumzekelo wabo bangathi basebenze ngokuphumelelayo ekuhlahleleni iimbalo
kwakubo obu buchule boludwe Iwezifundo zika 2005 ekufundiseni ulwimi, ubuchule
bokufunda nokubhala kunye nonxibelelwano.
Identifer | oai:union.ndltd.org:netd.ac.za/oai:union.ndltd.org:sun/oai:scholar.sun.ac.za:10019.1/53203 |
Date | 12 1900 |
Creators | Dweba, Constance Xoliswa |
Contributors | Visser, M. W., Stellenbosch University. Faculty of Arts and Social Sciences. Dept. of African Languages. |
Publisher | Stellenbosch : Stellenbosch University |
Source Sets | South African National ETD Portal |
Language | xho_ZA |
Detected Language | English |
Type | Thesis |
Format | 164 p. |
Rights | Stellenbosch University |
Page generated in 0.002 seconds