African eco-theology : land, ecology, and indigenous wisdom in the works of Samson Gitau, Kapya Kaoma, and Jesse Mugambi

Abstracts in English, Xhosa and Afrikaans. / Using an interdisciplinary and multidisciplinary approach, this study investigates the eco-theological contributions of three main interlocutors from East and Southern Africa, namely Samson Gitau, Kapya Kaoma and Jesse Mugambi, all of whom are African theologians. The three theologians seek to address ecological degradation from an African ecological perspective, by drawing on African Indigenous Knowledge Systems and African Christianity and Religiosity. The contributions of the three theologians in their respective chapters enable the study to identify the systems and practices that are under-researched and not utilised even though they are ecologically sensitive systems. Owing to a number of factors, African Indigenous Wisdom Knowledge Systems have not been adequately explored. African Indigenous Wisdom is a body of knowledge systems with ecological overtones. From a theological and African religiosity perspective, Gitau, Kaoma and Mugambi highlight the need for natural theology to be adopted by the Church as an institution. Gitau stresses the importance of relations based on the African concept of God, humanity and creation.
The study addresses the gap in the existing knowledge by drawing on the main interlocutors to investigate the ecological crisis and by adopting an interdisciplinary and multidisciplinary approach. According to this approach, as applied by Gitau, Kaoma and Mugambi, the indigene’s systems are not adequately explored and churches in Africa are ecologically insensitive. African churches ought to embrace Indigenous Wisdom Knowledge Systems and form an African eco-theology. The study has brought to the fore the ecological overtones of African religious belief systems and African Christianity that, together, provide the basis for Christian ecological ethics inside and outside the faith community. Gitau, Kaoma and Mugambi condemn the Church as an institution and other voices for not taking a leading role in addressing contemporary ecological issues. / Olu phando lusebenzisa iindidi ngeendidi zophando, esi sifundo siphanda ngegalelo labangeneleli abathathu – uGitau, uKaoma kwakunye noMugambi – kwela candelo lengqiqo-buThixo eligqale kulwalamano oluphakathi kwenkolo nendalo. Bobathathu ke aba baziingcali zengqiqo-buThixo zase-Afrika. Ezi ngcali zontathu zijongene nokuthotywa kwesidima sendalo, kwakunye nokonakaliswa kwayo, besebenzisa ukuqonda kwase-Afrika, betsala kwizimvo zeeNkqubo Zolwazi Lwemveli Lwama-Afrika, ubuKhristu ngokwama-Afrika kwakunye nenkolo. Igalelo lengcali nganye, ngokwezahluko abathe bazibhala, libangela olu phando luzibone izithuba ezikhokhelela kwiinkqubo nezithethe ezingaphandisiswanga, nezingasetyenziswayo, nangona zona ziyihlonipha indalo. Ngenxa yeemeko ngeemeko, ulwazi lwesintu alunikwanga ngqalelo ngokwaneleyo. Xa kujongwa intlalo ngokwesintu, kuyacaca ukuba ulwazi lwesintu lulwazi olucwangcisekileyo, olukwaquke nolondolozo lwendalo. Xa sisondela kulo mba wolondolozo lwendalo ngokwengqiqo-buThixo, uGitau, uKaoma kwakunye noMugambi bagxininisa ukubaluleka kwecandelo lengqiqo-buThixo elijongene nokutyhileka kukaThixo endalweni, kwakunye nokwamkelwa kweli candelo emabandleni onke, kwiimvaba zonke, nakwinkolo yesintu. UGitau ugxininisa ukubaluleka kobudlelwane obusekwe kwindlela uThixo abonwa ngayo ngama-Afrika, kuluntu nakwindalo.
Olu phando luzama ukuvala isikhewu esikulwazi olukhoyo ngokufumana ukuqonda kwaba bangeneleli bathathu, ngenjongo yokujongana nolondolozo lwendalo olusebenzisa iindidi ngendidi zokuphanda. Le nkqubo yophando phakathi kwamacandelo ngamacandelo isetyenziswa nguGitau, uKaoma kunye noMugambi ibonakalise inyani yokuba iinkqubo zesintu azihlolisiswanga ngokwaneleyo kwaye iinkonzo zaseAfrika aziyiniki ngqalelo indalo, kwaye kufuneka zamkele ulwazi lwesintu ukuze kwakheke icandelo lengqiqo-buThixo elingqale kulo mba wolondolozo lwendalo ngokwase-Afrika. Olu phando luveze into yokuba inkolo yesintu kunye neenkonzo zase-Afrika zilufanele ulondolozo lwendalo, kwaye imigaqo yokuziphatha yamaKhristu malunga nolu londolozo ezinkonzweni nasekuhlaleni, lusekwe phezu kwazo. UGitau, uKaoma kwakunye noMugambi bayalikhalimela ibandla lamaKhristu, kunye nezinye izimvo ezichazwayo kolu phando, ngokungathathi nxaxheba ikhokelayo ekulungisweni kwemiba yangoku yolondolozo lwendalo. / Volgens 'n interdissiplinêre en multidissiplinêre benadering ondersoek hierdie studie die ekoteologiese bydraes van drie Afrika-teoloë uit Oos- en Suider-Afrika, naamlik Samson Gitau, Kapya
Kaoma en Jesse Mugambi. Hierdie drie teoloë beskou die kwessie van ekologiese agteruitgang uit 'n Afrika- ekologiese perspektief en put uit inheemse Afrika- kennisstelsels en die Afrika-Christendom en religiositeit. ʼn Ondersoek na die bydraes van elke teoloog, elkeen s’n in ʼn afsonderlike hoofstuk, bring stelsels en praktyke aan die lig wat nog nie genoegsaam nagevors is nie, en nie gebruik word nie, alhoewel dit ekologies sensitiewe stelsels en praktyke is. As gevolg van
verskeie faktore is inheemse Afrika- wysheid-en-kennisstelsels nog nie voldoende ondersoek nie.
Inheemse Afrika-wysheid-en- kennisstelsels is kennisstelsels met 'n ekologiese ondertoon. Uit 'n teologiese perspektief dring Gitau, Kaoma en Mugambi daarop aan dat die Kerk as 'n instelling die ekologiese teologie volgens Afrika-religiositeit aanvaar. Gitau beklemtoon die belangrikheid van verhoudings wat op die Afrika-konsep van God, menslikheid en skepping gebaseer is.
Hierdie studie vul 'n leemte in die bestaande kennis aan deur uit die primêre gespreksgenote se kennis te put om die ekologiese krisis deur ʼn interdissiplinêre en multidissiplinêre benadering aan te pak. Volgens hierdie benadering, wat deur Gitau, Kaoma en Mugambi volg word, is inheemse kennisstelsels nog nie na behore ondersoek is nie, is kerke in Afrika ekologies onsensitief, en moet hulle inheemse wysheid-en-kennisstelsels omhels om 'n Afrika-ekoteologie te ontwikkel.
In die studie tree die ekologiese toonaard van die Afrika- gelowe en die Afrika-Christendom na vore, wat saam die grondslag vir ʼn Christelike ekologiese etiek binne en buite die geloofsgemeenskap vorm. Gitau, Kaoma en Mugambi veroordeel die Kerk as 'n instelling en ander
stemme omdat hulle nie 'n leidende rol in die aanpak van hedendaagse ekologiese kwessies speel nie. / Philosophy, Practical and Systematic Theology / M.Th (Systematic Theology)

Identiferoai:union.ndltd.org:netd.ac.za/oai:union.ndltd.org:unisa/oai:uir.unisa.ac.za:10500/26754
Date01 1900
CreatorsNgwena, Patricia Dudu
ContributorsVan Wyngaard, George Jacobus
Source SetsSouth African National ETD Portal
LanguageEnglish
Detected LanguageUnknown
TypeDissertation
Format1 online resource (162 leaves), application/pdf

Page generated in 0.0031 seconds