• Refine Query
  • Source
  • Publication year
  • to
  • Language
  • 1
  • Tagged with
  • 1
  • 1
  • 1
  • 1
  • 1
  • 1
  • 1
  • 1
  • 1
  • 1
  • 1
  • 1
  • 1
  • 1
  • 1
  • About
  • The Global ETD Search service is a free service for researchers to find electronic theses and dissertations. This service is provided by the Networked Digital Library of Theses and Dissertations.
    Our metadata is collected from universities around the world. If you manage a university/consortium/country archive and want to be added, details can be found on the NDLTD website.
1

A transdisciplinary approach to dealing with child offenders with psychiatric disorders

Geoffrey, Leandre Christina 12 1900 (has links)
This study aimed to develop a framework for improved legislation, methods of practice and services used to meet the best interest of child offenders with psychiatric disorders within the South African child justice system. This aim was achieved via a qualitative study, which evaluated child justice and mental health legislation, methods of practice, role-players, and services in South Africa, and compared same to those in Namibia, Botswana, and Nigeria; to establish if the best interest of child offenders with psychiatric disorders are currently met from a South African perspective. Data collection occurred in two phases: a document analysis of legislation, policies, and procedures in the selected comparative jurisdictions; followed by semi-structured interviews with child justice and mental health experts. During phase one the researcher analysed child justice and mental health legislation, human rights protections, and policy related to child justice in Nigeria, Botswana, Namibia, and South Africa. In addition, she interrogated literature relating to child justice and mental health, in comparative jurisdictions. This phase formed the foundation for the semi-structured interview schedule. Purposive and theoretical sampling was used to conduct 24 semi-structured interviews. Data was analysed and interpreted using pure qualitative document and thematic analysis. The overarching findings indicate that the best interest of child offenders with psychiatric disorders, in the South African child justice system, are unprotected. This vulnerable group is not dealt with from an individualised, case-specific, multi-disciplinary perspective; informed by legislation, practice-policy, and a service-orientated approach. Further, certain domestic legislation and methods of practice are inadequate in holistically assessing a child who comes into conflict with the law in the jurisdictions of comparison. Further findings identified that biological, psychological, environmental, cultural, and social factors influence the development of psychiatric disorders in children, which may bring them into conflict with the law. This study further confirmed that Attention Deficit Hyperactivity Disorder, Intellectual Development Disorder, Learning Disorder, Oppositional Defiant Disorder, and Conduct Disorder are prevalent in children who iv come into conflict with the law. Further, substance abuse disorder, depression and attachment disorder were identified as predominant factors affecting children who come into conflict with the law. The influence of these factors, in conjunction with biological, psychological, environmental, cultural, and social factors, were found to predispose children to psychiatric disorders linked to criminal behaviour. Thus, to meet the best interest standard; children in conflict with the law must be dealt with using a multi-factorial approach which considers biological, environmental, social, cultural, and psychological factors. In this way, the behaviour of child offenders with psychiatric disorders will be addressed holistically in a manner that considers all factors influencing behaviour. The empirical data supported the recommendations used to develop a trans-disciplinary framework for child offenders with psychiatric disorders. / Olu phononongo lwesi sifundo lujolise ekuphuhliseni isakhelo somthetho ophuculiweyo, iindlela zokusebenza kunye neenkonzo ukwenzela ukunikezela ezona zilungileyo iimfuno zabantwana abangabaphuli-mthetho benengulo yesifo sengqondo kwinkqubo yobulungisa yabantwana eMzantsi Afrika. Le njongo yaphunyezwa ngokwenziwa kwezifundo ezisemgangathweni ezahlola umthetho wobulungisa kubantwana kunye nomthetho olawula ezempilo ngokwengqondo, iindlela zokusebenza, abathathi-nxaxheba kunye neenkonzo eMzantsi Afrika. Ezi zathi ngoko zathelekiswa nomthetho, umsebenzi abathathi-nxaxheba kunye neenkonzo eNamibia, eBotswana, kunye naseNigeria ukufumanisa ukuba iimfanelo ezizizo zabantwana abangabaphuli-mthetho abaneengxaki zengqondo bayanakekelwa ngoku eMzantsi Afrika. Ukuqokelelwa kweenkcukacha kwenzeka kumanqanaba amabini: uhlalutyo lwemiqulu yomthetho, umgaqo-nkqubo kunye nenkqubo; Ukucazululwa kwamaxwebhu/kwemiqulu omthetho, umgaqo-nkqubo kunye neenkqubo ezikhethiweyo zothelekiso kulawulo lwezobulungisa, lilandelwe ludliwano-ndlebe olungahlelwanga ngokupheleleyo neengcaphephe/neengcali zezobulungisa lwabantwana kunye nemilo yezengqondo. Kwinqanaba lokuqala umphandi ucazulule umthetho wobulungisa kubantwana kunye nempilo yezengqondo, ukhuseleko lwamalungelo oluntu.kunye nemigaqo-nkqubo ehambelana/ enxulumene nobulungisa kubantwana eNigeria, eBotswana, eNamibia naseMzantsi Afrika. Ukongezelela walugocagoca uncwadi olubhekisele kubulungisa babantwana nezempilo yezengqondo kulawulo lwezobulungisa Eli nqanaba libe sisiseko soludwe lwenkqubo yodliwano-ndlebe olungamiselwanga ngokupheleleyo. Isampulu enenjongo neyingcingane yasetyenziswa ukuze kuqhutywe udliwano-ndlebe olungama-24 olungahlelwanga ngokupheleleyo. Ulwazi (idata) lwacalulwa lwacaciswa kusetyenziswa uxwebhu olusemgangathweni kunye nocalulo (analysis) olusemxholweni. Iziphumo ezicacileyo/eziqaqambileyo eziluphahla zibonisa ukuba okukokona kulungele abantwana abangabaphuli-mthetho abaneengxaki zezengqondo, abakhuselekanga kwinkqubo yezobulungisa babantwana eMzantsi Afrika. Eli qela lingakhuselekanga alivelelwa ngokomntu neengxaki zakhe yedwa, ngokwengxaki yakhe ngokuthe ngqo kusetyenziswe indlela ezahlukileyo ezilawulwa ngumthetho, ngumgaqo-nkqubo osebenzayo nokuvelela ngendlela yokuziqhelanisa nemeko. Ukuya phambili, eminye yemithetho yasekhaya neendlela zokusebenza azonelanga ekuhloleni ngokupheleleyo kumntwana ohlangabezana nokuphikisana nomthetho kummandla wothelekiso. Kuphinde kwafunyaniswa ukuba iimeko zozalo, zengqondo, zendawo, zenkcubeko nezentlalo ziyaziphembelela iingxaki zezengqondo ezivelayo ebantwaneni, ezinokwenza baphikisane nomthetho. Olu phononongo luqhubeka lungqina ukuba ukunganiki ngqalelo kwingxaki yokuphaphazela, ingxaki yokukhula kwengqiqo, ingxaki yokufunda, ingxaki yenkcaso yokulungileyo/ ukudelela kunye nengxaki yokuziphatha zixhaphakile kubantwana (abonayo) abaphikisana nomthetho. Ingxaki yokusebenzisa iziyobisi, ingcinezelo kunye nokuxhomekeka ziye zaphawulwa njengeemeko ezixhaphakileyo ezikhathaza abantwana abalwa nomthetho (abonayo). Iimpembelelo zezi meko, zidibene neemeko zozalo, zezengqondo, zendawo, zenkcubeko nezentlalo, zifunyenwe zilungiselela kwangaphambili abantwana kwezi ngxaki zezengqondo zithungelene ekuziphatheni ngokolwaphulo-mthetho. Ngoko ke ukuhlangabezana nomgangatho ofanelekileyo nobalulekileyo, ebhekelela abantwana abaphikisana nomthetho (abonayo) makusetyenzwe ngabo kusetyenziswe indlela ejongene neemeko ezininzi ezibandakanya iimeko zozalo, zendawo, zentlalo, zenkcubeko kunye nezengqondo. Ngale ndlela abantwana abaphula umthetho abanengxaki yezengqondo baya kuncedwa ngokupheleleyo ngendlela ebandakanya zonke iimeko eziphembelela ukuziphatha. Idatha ekholose ngamava avela kumava nokuboniweyo ixhasa izindululo ezenziweyo zokumisa isakhelo esisebenza kulo lonke uqeqesho lomntwana ophikisana nomthetho (owonayo) onengxaki yezengqondo. / Patlisiso ena e reretswe ho hlahisa moralo wa molao o ntlafetseng, mekgwa ya tshebetso le ditshebeletso bakeng sa molemo wa batlodi ba molao bao e leng bana ba nang le mathata a kelello tshebeletsong ya toka ya bana Afrika Borwa. Morero ona o fihletswe ka boithuto ba boleng, bo lekantseng melao ya toka ya bana le ya bophelo bo botle ba kelello, mekgwa ya tshebetso, baamehi le ditshebeletso Afrika Borwa. Tsona di ile tsa bapiswa le melao, tshebetso, baamehi le ditshebeletso dinaheng tsa Namibia, Botswana le Nigeria ho fumana hore na melemo e loketseng ya batlodi ba molao bao e leng bana ba nang le mathata a kelello e ya fumaneha hajwale Afrika Borwa. Pokeletso ya dintlha e etsahetse ka mekgahlelo e mmedi: manollo ya ditokomane tsa molao, melawana le mekgwatshebetso dibakeng tse kgethilweng tsa papiso tsa semolao; ho latetswe ke di-inthavu tse sa hlophiswang le ditsebi tsa toka ya bana le tsa molao wa bophelo bo botle ba kelello. Mokgahlelong wa pele mofuputsi o ile a manolla molao wa toka ya bana le wa bophelo bo botle ba kelello, ditshireletso tsa ditokelo tsa botho le melawana e amanang le toka ya bana dinaheng tsa Nigeria, Botswana, Namibia le South Africa. Ho feta moo, o ile a batlisisa dingolwa tse mabapi le toka ya bana le bophelo bo botle ba kelello dibakeng tse ka bapiswang tsa semolao. Mokgahlelo ona o bile motheo wa lenane la di-inthavu tse sa hlophiswang. Ho sebedisitswe mokgwa wa disampole wa kgetho le wa theho ya thiori ho etsa di-inthavu tse 24 tse sa hlophiswang. Dintlha di manollotswe le ho tolokwa ka manollo e sa tswakwang ya boleng ba ditokomane le ditema. Diphetho tse akaretsang di supa hore melemo e nepahetseng ya batlodi ba molao bao e leng bana ba nang le mathata a kelello ha e ya sireletswa moralong wa toka ya bana wa Afrika Borwa. Sehlopha sena se kotsing ha se sebetswe ka tjhebo ya bo-motho ka mong, ya kgetsi e kgethehileng, ya mafapha a mangata e tshehedistsweng ke molao, molawana wa tshebetso le tjhebo ya tshebetso. Ho feta moo, melao e meng ya lehae le mekgwa ya tshebetso e ne e fokola bakeng sa ho lekola ngwana ka tsela e felletseng, ya iphumanang a le kgahlano le molao dibakeng tsa semolao tse neng di bapiswa. ix Ho boetse ha fumanwa hore dintlha tsa tlhaho, kelello, tikoloho, setso le botjhaba di susumetso tlhaho ya bokudi ba kelello baneng, e leng ho etsang hore ba iphumane ba le kgahlano le molao. Boithuto bona hape bo tiisitse hore bokudi ba tlholeho ya tsepamiso le ketso e fetang tekano, bokudi ba kgolo ya bohlale, bokudi ba ho ithuta, bokudi ba ho ba kgahlano le ba bang le bokudi ba boitshwaro bo bongata bakeng ba iphumanang ba le kgahlano le molao. Bokudi ba tshebediso e mpe ya tahi kapa dithethefatsi, tshithabelo ya maikutlo le bokudi ba kgokahano di fumanwe e le mabaka a mantlha a amang bana ba qwaketsanang le molao. Tshusumetso ya dintlha tsena, hammoho le dintlha tsa tlhaho, kelello, tikoloho, setso le botjhaba, di fumanwe e le hore di pepesa bana ho bokudi ba mafu a kelello a amanngwang le botlokotsebe. Kahoo, e le ho ka fihlella maemo a melemo e nepahetseng, bana ba kgahlano le molao ba lokela ho sebetswa ka mokgwa wa ditsela tse fapaneng tse ngata, o kenyeletsang dintlha tsa tlhaho, tikoloho, setso, botjhaba le kelello. Ka mokgwa ona, batlodi ba molao bao e leng bana ba nang le bokudi ba kelello ba tla shejwa le ho sebetswa ka mokgwa o phethahetseng o kenyelletsang dintlha tsohle tse susumetsang boitshwaro. Dintlha tse bokelleditsweng di tsheheditse ditlhahiso tse sebedisitsweng ho hlahisa moralo wa makala a fapaneng bakeng sa batlodi ba molao bao e leng bana ba nang le bokudi ba kelello. / Criminology and Security Science / D. Phil. (Criminal Justice)

Page generated in 0.0564 seconds