Abstract in English, Xhosa and Afrikaans / In South Africa, the number of households owning private cars has increased from 22.9% in 2003 to 28.5% in 2013. The City of Tshwane Metropolitan Municipality (City of Tshwane) in South Africa had the largest increase in population that was using private cars between 2003 and 2013 of approximately 11.3%; hence, a need was identified to shift from private cars to sustainable modes of transport. The purpose of this study was to develop guidelines for sustainable urban transport. Geographical location was used for quota sampling to ensure that all seven regions of the Tshwane municipal area would be represented. The sample size of the study comprised 418 participants. The primary data were gathered in Tshwane during the month of August 2017 using a structured questionnaire. The Likert scale was employed to ascertain the public's attitudes towards sustainable urban transport. Descriptive statistics, exploratory factor analysis and inferential statistics were used to analyse the data.
The results revealed that the private car is the most frequently used mode of transport in the City of Tshwane. The results further indicated that the majority of the residents of the City of Tshwane had a negative attitude towards sustainable transport modes, which was attributed to safety, reliability and convenience concerns. Regions 4 and 6 differed statistically and significantly from region 5 regarding their opinions on the safety and comfort of private cars. In order to promote sustainable transportation, it is recommended that the City of Tshwane implement transport initiatives that can improve the service quality and safety features of sustainable transport modes. Each region of the City of Tshwane made specific recommendations that were based on the results of the study.
The findings of this study provide insights that can be useful to the city planners to secure sustainable urban transportation for the City of Tshwane. Future research could investigate the feasibility of public bicycle rental programmes in the City of Tshwane. / EMzantsi Afrika, inani lamakhaya aneenqwelo mafutha landile ukusukela kuma-22.9% ngonyaka wama-2003 ukuya kuma-28.5% ngowama-2013. Umasipala Wesixeko Esimbaxa saseTshwane (Isixeko saseTshwane) eMzantsi Afrika ube nelona nani lamakhaya asebenzisa iimoto zabucala elande ngaphezu kwabo bonke abanye ooMasipala phakathi kowama-2003 nama-2013, landa ngesithuba se-11.3%. Le nto idale isidingo sokushenxa kwisimbo sokusebenzisa iimoto zabucala, ukuze kusetyenziwe ezinye iindlela zokuhamba eziya kuhlala zihleli. Injongo yesi sifundo kukuvelisa isikhokelo seendlela zokuhamba eziya kuhlala zihleli kwimimandla yasezidolophini. Ekukhetheni abathathi nxaxheba, kwasetyenziswa indawo abahlala kuyo abantu, ukuqinisekisa ukuba zosixhenxe iingingqi zomasipala waseTshwane zinabameli. Ubukhulu besampulu yaba ngabathathi nxaxheba abangama-418. Iinkcukacha zolwazi ezingundoqo zaqokelelwa eTshwane ngenyanga yeThupha kowama-2017, kwaye kwasetyenziswa uluhlu lwemibuzo ecwangcisiweyo. Kwasetyenziswa isikali esaziwa ngokuba yiLikert scale ekufumaniseni izimvo zoluntu jikelele ngeendlela zokuhamba eziya kuhlala zihleli kwimimandla yasezidolophini. Iinkcukacha zolwazi (idata) zahlelwa ngokusebenzisa indlela yamanani okucacisa iipatheni zezimvo zoluntu (descriptive statistics), indlela yokufumana iimpawu eziphambili kulwazi olufunyenweyo (exploratory factor analysis) nendlela yokungqinisisa izimvo ebezifudula zikho ngaphambi kophando (inferential statistics).
Iziphumo zophando zadiza ukuba ukusebenzisa imoto yabucala yeyona ndlela yokuhamba esetyenziswa kakhulu kwisixeko saseTshwane. Ezi ziphumo zaphinda zabonisa ukuba uninzi lwabahlali besixeko saseTshwane abazithandi iindlela zokuhamba zikawonkewonke ngenxa yokungabikho kokhuseleko, ukuthembeka nokuba luncedo. Ingingqi yesi-4 neyesi-6 zahlukana kakhulu nengingqi yesi-5 ngokwamanani, malunga nezimvo ezingokhuseleko nokuhlala ntofontofo kwiimoto zabucala. Ukuze kukhuthazwe iindlela zokuhamba zikawonkewonke eziya kuhlala zihleli kucetyiswa ukuba Isixeko saseTshwane senze amalinge okuthutha abantu anokuphucula ukunikezelwa kwenkonzo yothutho, iphucule nokhuseleko. Ingingqi nganye yesixeko saseTshwane yenza iingcebiso ezathi zafakwa kwiziphumo zesifundo.
Okufunyaniswe kwesi sifundo kunika iimbono ezinokuba luncedo kubacebi nabalungiseleli besixeko ekuveliseni iindlela zothutho eziya kuhlala zihleli kwisixeko saseTshwane. Uphando oluzayo lusenokuphanda ngokusetyenziswa kweenkqubo zokuqeshisa ngeebhayisikili kwisixeko sase Tshwane. / Die aantal huishoudings in Suid-Afrika wat private motors besit, neem van 22.9% in 2003 tot 28.5% in 2013 toe. In die Stad Tshwane- Metropolitaanse Munisipaliteit (Stad Tshwane) in Suid-Afrika toon die aantal inwoners wat private motors tussen 2003 en 2013 gebruik, die grootste toename van nagenoeg 11.3%. Daar word op grond hiervan ’n behoefte geïdentifiseer om van die gebruik van private motors weg te beweeg na volhoubare vervoerwyses. Die doel van hierdie studie is om riglyne vir volhoubare stedelike vervoer te ontwikkel. Geografiese ligging is vir die kwotasteekproefneming gebruik om te verseker dat al sewe streke van die Tshwane- munisipale gebied verteenwoordig word. Vir die steekproef wat vir die studie geneem word, word 418 deelnemers gebruik. Die primêre data word met behulp van ’n gestruktureerde vraelys in die loop van Augustus 2017 in Tshwane ingesamel. Die publiek se houdings jeens volhoubare stedelike vervoer word aan die hand van die Likert-skaal vasgestel. Beskrywende statistiek, verkennendefaktor-ontleding en inferensiële statistiek word gebruik om die data te ontleed.
Dit blyk uit die resultate dat die private motor die vervoerwyse is wat die gereeldste in die Stad Tshwane gebruik word. In die resultate word verder aangedui dat die meerderheid inwoners van die Stad Tshwane ’n negatiewe houding teenoor volhoubare vervoerwyses het, wat toegeskryf word aan kwessies van veiligheid, betroubaarheid en gerief. Streek 4 en 6 verskil statisties aansienlik van streek 5 betreffende hul menings oor die veiligheid en gemak van private motors. Om volhoubare vervoer te bevorder, word aanbeveel dat die Stad Tshwane vervoerinisiatiewe implementeer wat die diensgehalte en veiligheidskenmerke van volhoubare vervoerwyses kan verbeter. Elke streek van die Stad Tshwane het vorendag gekom met spesifieke voorstelle wat by die resultate ingesluit is.
Die bevindinge van hierdie studie bied insigte wat bruikbaar vir stadsbeplanners kan wees om volhoubare stedelike vervoer in die Stad Tshwane moontlik te maak. Die uitvoerbaarheid van openbare fietshuurprogramme in die Stad Tshwane kan in toekomstige navorsing ondersoek word. / Transport Economics, Logistics and Tourism / M. Com. (Transport Economics)
Identifer | oai:union.ndltd.org:netd.ac.za/oai:union.ndltd.org:unisa/oai:uir.unisa.ac.za:10500/25413 |
Date | 07 1900 |
Creators | Duri, Babra |
Contributors | Van Zyl, Cecilia |
Source Sets | South African National ETD Portal |
Language | English |
Detected Language | English |
Type | Dissertation |
Format | 1 online resource (xvi, 272 leaves) : illustrations (mostly color) |
Page generated in 0.0032 seconds