• Refine Query
  • Source
  • Publication year
  • to
  • Language
  • 2
  • 1
  • Tagged with
  • 3
  • 2
  • 2
  • 2
  • 2
  • 2
  • 2
  • 2
  • 1
  • 1
  • 1
  • 1
  • 1
  • 1
  • 1
  • About
  • The Global ETD Search service is a free service for researchers to find electronic theses and dissertations. This service is provided by the Networked Digital Library of Theses and Dissertations.
    Our metadata is collected from universities around the world. If you manage a university/consortium/country archive and want to be added, details can be found on the NDLTD website.
1

Uhlalutyo lwemibongo echongiweyo engabasetyhini

Khumalo, Pamela Hlonipha Vivienne 03 1900 (has links)
Thesis (MA (African Languages))--University of Stellenbosch, 2011. / ENGLISH ABSTRACT: This study investigates how women are portrayed in selected published poems. Chapter One, is the introduction to the study. The aim, the scope and the analytical approach are presented in this chapter. Chapter Two deals with literature review of theories and techniques to be employed in analyzing these selected poets. In Chapter Three the selected poems are analysed using the theories discussed in chapter two. Chapter Four deals with the comparisons, similarities and differences in the characterization of women by poets. Chapter Five deals with findings, recommendations and conclusion. / AFRIKAANSE OPSOMMING: Hierdie studie ondersoek die manier waarop vroue in ’n seleksie gepubliseerde gedigte uitgebeeld word. Hoofstuk 1 is die inleiding tot die studie, en sit die oogmerk, omvang en analitiese benadering uiteen. Hoofstuk 2 handel oor literatuur wat die teorieë en tegnieke beoordeel wat ingespan gaan word om hierdie seleksie gedigte te analiseer. In hoofstuk 3 word die seleksie gedigte geanaliseer aan die hand van die teorieë wat in hoofstuk 2 bespreek is. Hoofstuk 4 handel oor vergelykings, die ooreenkomste en die verskille tussen die maniere waarop digters vroue karakteriseer. Hoofstuk 5 bevat bevindings, aanbevelings en ’n slotsom.
2

Advancing the rights of rural women with disabilities in Zimbabwe: challenges and opportunities for the twenty first century

Dziva, Cowen 02 1900 (has links)
Text in English with abstracts in English, isiXhosa and isiZulu / Disability studies largely ignored or neglected the experiences of rural women with disabilities (WWD) in the Global South. This qualitative study documents the challenges faced by Zimbabwean rural WWD in the enjoyment of their fundamental rights and freedoms. Against the backdrop of various global, regional and national efforts to advance WWD’s rights, the study examines possibilities for change. Utilising a phenomenological design, data were collected through in-depth interviews with women and girls with disabilities (WGWD), and semi-structured interviews with state and non-state actors in disability rights. Augmented by observations and extensive literature and policy reviews, the research findings revealed that the majority of rural WWD are not aware of their legal rights and have limited access to productive resources, information, employment, education and food. Rural WWD face mobility challenges and are largely discriminated against in health institutions and excluded from taking part in socioeconomic and political activities. Girls with disabilities in inclusive schools battle against a myriad of attitudinal, environmental and administrative hurdles that limit their academic and social functioning. The results confirm the feminist disability theory’s view that the functioning of WGWD is heavily determined by wider contextual, social, historic and gendered power relations. The findings support recommendations for an urgent alignment of liberal national disability instruments, policies and practices to international human rights norms. The 2013 Constitution effectuates a human rights approach to disability, yet in practice the exclusion of the disabled, rural, female ‘other’ continues unabated. Transformation in this regard must include a restructuring of financial resourcing of various state institutions for advancing disability rights. Various avenues to ensure for effective disability rights mainstreaming, lobbying, advocacy, awareness raising, and capacitation of rural communities are suggested. At the heart of it all is a change in mind-sets to embrace WWD as equal human beings with rights and dignity. / Izifundo zobulwelwe azikhange ziyithathele ngqalelo imeko namava abantu basetyhini abayimilwelwe behlala emaphandleni kumazwe asemaZantsi. Esi sifundo somgangatho sibhala ngemingeni ejongene nabasetyhini abayimilwelwe basemaphandleni eZimbabwe xa befuna ukuxhamla amalungelo nenkululeko eyimfanelo yabo yemveli. Ngokuqwalasela imizamo eliqela yehlabathi jikelele, yezithili neyesizwe ekuphuhliseni amalungelo abasetyhini abayimilwelwe, esi sifundo sivavanya amathuba otshintsho. Ngokusebenzisa uyilo lwezifundo ngokwenzekayo, kwaqokelelwa iinkcukacha zolwazi ngokuqhuba udliwano ndlebe olunzulu namakhosikazi namantomabazana ayimilwelwe, kwaqhutywa nodliwano ndlebe lwemibuzo engenampendulo zithe ngqo (semi structured interviews) nemibutho yoburhulumente nengeyoyoburhulumente esebenza ngamalungelo emilwelwe. Uphando olwalukhatshwa kukuzibonela nokufunda nzulu okubhaliweyo ngemigaqo nkqubo, lwaveza ukuba uninzi lwabasetyhini abayimilwelwe basemaphandleni alwazi nto ngamalungelo alo asemthethweni kwaye alufikeleli ngokwaneleyo kwimithombo eluncedo, ulwazi, imisebenzi, imfundo nokutya. Abasetyhini abayimilwelwe basemaphandleni bajamelene nemingeni yokungakwazi ukuhamba kwaye bayacalucalulwa kakhulu kumaziko ezempilo. Ababandakanywa ekuthatheni inxaxheba kwimisebenzi yezentlalo, uqoqosho nezombuso/upolitiko. Amantombazana ayimilwelwe asezikolweni zikawonkewonke asedabini nemiqobo emininzi yendlela acingelwa ngayo, indawo ewangqongileyo nolawulo, zinto ezo zikuthibazayo ukusebenza kwawo kwezemfundo nasekuhlaleni. Iziphumo zophando ziyangqinelana nengcingane yezifundo zabasetyhini ethi indlela yokwenza izinto yabasetyhini abayimilwelwe ilawulwa ikakhulu lunxulumano lweemeko ezigqubayo, ezentlalo, ezembali nezesini. Iziphumo zophando zixhasa iingcebiso ezithi makukhawuleziswe kwenziwe ungqamano phakathi kwezixhobo, imigaqo nkqubo nemisebenzi yobulwelwe esizweni nezimiselo zamalungelo oluntu kwihlabathi ngokubanzi. UMgaqo Siseko wama-2013 ubeka elubala indlela yokujongana nobulwelwe, kodwa kuyaqhubeka kona ukujongelwa phantsi kwemilwelwe, yabasemaphandleni, yabasetyhini. Inguqu kulo mbandela kufuneka iquke ukuyilwa ngokutsha kwenkxaso mali kumaziko oburhulumente ahlukeneyo ukwenzela ukuba kuqhutyelwe phambili amalungelo emilwelwe. Kucetyiswa ngeendlela ezahlukeneyo zokuqinisekisa amalungelo emilwelwe njengokwenza iinkqubo ezifanelekileyo ezingundoqo, ngokuthethathethana nokuphembelela, ngokwazisa uluntu nokuxhobisa uluntu lwasemaphandleni. Esizikithini sako konke kufuneka utshintsho lwengqondo ukwenzela ukuba bamkelwe abasetyhini abayimilwelwe njengabantu abalingana nabanye benamalungelo nesidima. / Izifundo ezimayelana nokukhubazeka zivame ukunganaki noma ukungabi nandaba nokwenzeka kubantu besifazane abakhubazekile (ama-WWD) abahlala emaphandleni emazweni angakathuthuki ngokwanele (aseGlobal South). Lolu cwaningo olubheka kabanzi imininingwane engamaqiniso luqopha izingqinamba ezikhungethe abesifazane baseZimbabwe abakhubazekile abahlala emaphandleni ngenkathi bethokozela amalungelo abo asemqoka kanye nenkululeko yabo. Phezu kwemizamo eyahlukahlukene yezinga lomhlaba, lezifunda nelikazwelonke, yokuthuthukisa amalungelo abesifazane akhubazekile, lolu cwaningo lubheka amathuba akhona oguquko. Kwasetshenziswa uhlobo lokucwaninga olubheka okuthize ngokuhlola imibono yalabo abake baba sesimweni salokho okucwaningwa ngakho, ngokufaka imibuzo abesifazane kanye namantombazane akhubazekile, kanye nalabo abadlala indima kwezamalungelo abantu abakhubazekile abasebenzela umbuso nabangasebenzeli umbuso. Ngokufakazelwa kakhulu ngokubonakele kanye nokuhlaziywa kwemibhalo nenqubomgomo, imiphumela yocwaningo enohlonze iveze ukuthi iningi labesifazane abakhubazekile basemaphandleni abawazi amalungelo abo ezomthetho kanti futhi abafinyeleli ngokuphelele emithonjeni elusizo, kwimininingwane, kwimisebenzi, kwezemfundo kanye nasekudleni. Abesifazane abakhubazekile basemaphandleni babhekana nezingqinamba zokungakwazi ukuhamba kahle kanti futhi bayacwaswa ezikhungweni zezempilo, baphinde banganikwa ithuba lokubamba iqhaza kwezenhlalo-mnotho nezepolitiki. Amantombazane akhubazekile ezikoleni ezamukela zonke izinhlobo zabafundi babhekana nezimo eziningi eziyizingqinamba maqondana nendlela aphathwa ngayo, nesimo sendawo kanye nokwenziwa kwezinto okuba nomkhawulo ekwenzeni kwabo maqondana nezemfundo nezenhlalo. Imiphumela iqinisekisa umbono wenzululwazi elwela abesifazane abakhubazekile wokuthi ukusebenza kwabesifazane abakhubazekile, esikhathini esiningi, kuvame ukuvela ngenxa yengqikithi esabalele yobudlelwano bamandla maqondana nenhlalo, umlando kanye nobulili. Imiphumela yocwaningo yeseka izincomo zokuthi kumele kube khona ukulinganiswa okuphuthumayo kwempahla yokusebenza maqondana nokukhubazeka, izinqubomgomo kanye nezindlela zokusebenza ezingeni likazwelonke kanye nokuvamile ezingeni lomhlaba wonke kokuphathelene namalungelo abantu. UMthethosisekelo wonyaka we-2013 wenza kusebenze indlela yokubheka ukukhubazeka ngeso lamalungelo abantu, kodwa indlela okwenziwa ngayo iqhubeka kakhulu nokubandlulula abesifazane abakhubazekile basemaphandleni. Uguquko, maqondana nalokhu, kumele lufake ukuhlelwa kabusha kosizo lwezimali ezikhungweni ezahlukahlukene zombuso eziqhuba phambili amalungelo aba. Kuhlongozwa izindlela ezahlukahlukene zokuqinisekisa amalungelo abakhubazekile okufaka kukho ukufakwa kwemiphakathi yasemaphandleni ezinhlelweni, ukukhulumisana nayo ukuze ibambe iqhaza, ukuyilwela, ukwenza ukuba iqaphele okwenzekayo kanye nokuyinikeza amandla okwenza. Okuyiyona nto ebaluleke kakhulu, wuguquko ekucabangeni ukuze abesifazane abakhubazekile bathathwe njengabantu abalingana nabanye abanamalungelo nesithunzi. / Development Studies / D. Phil. (Development Studies)
3

Understanding women’s lived experiences of intimate partner violence in a non-profit organisation in Johannesburg, South Africa

Bam, Bongiwe 10 1900 (has links)
Text in English with abstracts in English, isiXhosa and isiZulu / Research about intimate partner violence (hereafter IPV) in South Africa indicate that there are high prevalence rates. The negative effects of this phenomenon create a wide range of physical, mental and emotional problems for those exposed to it. There have been various intervention programmes designed to address IPV. However, the high incidence indicates that these have been ineffective. Seeking to explore women’s lived experiences of IPV at a non-profit organisation, this study gathered data from women with experiences of IPV. Eight participants were selected based on purposive sampling technique from a non-profit organization in Johannesburg. Utilizing semi-structured interviews conducted in English for a duration of one hour, data was gathered from the participants. Using IPA and the ecological model as a theoretical framework to interpret the women’s lived experiences. The findings of the study indicated that individual factors such as childhood exposure to violence influenced the women’s lived experiences of IPV. Stereotypical gender roles and economic strains were found to be at the core of the women’s lived experiences of IPV. Furthermore, broader societal values and beliefs about violence proved to validate and normalise the violence women experienced. The findings broaden our understanding of intimate partner violence and offer an opportunity to add knowledge of intimate partner violence in the South African context. / Uphando malunga nobundlobongela obenziwa liqabane othandana nalo (apha okubizwa ngokuba yi-IPV) eMzantsi Afrika lubonakalisa ukuba bukwizinga eliphezulu. Iziphumo ezibi zesi senzeko zidala iingxaki ezahlukahlukeneyo ngokwasemzimbeni, ngokwasengqondweni nangokwasemphefumlweni kwabo basesichengeni sazo. Iinkqubo zongenelelo ezahlukahlukeneyo ziye zayilelwa ukuhlangabezana neIPV. Nangona kunjalo, izehlo eziphezulu zibonakalisa ukuba azikhange zisebenze. Ngokufuna ukuphonononga iimeko amabhinqa aphila phantsi kwazo zeIPV kwiqumrhu elingenzi nzuzo, olu phononongo luqokelele idatha kumabhinqa aphila phantsi kweemeko zeIPV. Abathabathinxaxheba abasibhozo bakhethwa kwiqumrhu elingenzi nzuzo eGoli ngokusekelwe kubuchule bokusampula okunenjongo. Kusetyenziswa udliwanondlebe olwakheke ngokwesiqingatha olwaqhutywa ngesiNgesi ngesithuba seyure enye, idatha yaye yaqokelelwa kubathabathinxaxheba. Uhlalutyo lwamava emo yesenzeko umntu aphila phantsi kwaso (i-IPA) kunye nemodeli yonxibelelwano phakathi koluntu nemekobume yalo zasetyenziswa njengenkqubosikhokelo sethiyori ukutolika iimeko amabhinqa aphila phantsi kwazo. Iziphumo zophononongo zabonakalisa ukuba iimeko ezizodwa ezinje ngokuba sesichengeni sobundlobongela ebuntwaneni ziphembelele iimeko amabhinqa aphila phantsi kwazo zeIPV. Iindima zobuni zeengcinga ezisoloko zisetyenziswa njalo kunye nengxaki yezoqoqosho zafumaniseka zingoyena ndoqo weemeko amabhinqa aphila phantsi kwazo ngokuphathelele kwi-IPV. Kwakhona, imikhwa esulungekileyo yoluntu ngokubanzi kunye neenkolelo malunga nobundlobongela zibonakalise ukwamkela nokubenza bube yinto eqhelekileyo ubundlobongela obuthe behlela amabhinqa.Iziphumo zenza siqonde ngokungaphaya ngeIPV kwaye zinika ithuba lokongeza ulwazi ngeIPV kwimeko yaseMzantsi Afrika. / Ucwaningo mayelana nodlame lwezithandani (emva kwalokhu oluzobizwa nge-IPV) eNingizimu Afrika lukhombisa ukuphakama okukhulu kwamazinga okwanda nokusabalala kwalolu hlobo lodlame kuleli. Imithelela engemihle neze yalolu dlame idala izinkinga eziningi impela kulabo abazithola bebhekene nalolu dlame, okungaba yizinkinga zomzimba, zengqondo kanye nezomphefumulo. Ziningi izinhlelo zokungenelela ezisunguliwe njengomzamo wokuqeda isihlava se-IPV. Kepha-ke, ukubhebhetheka nokusabalala kakhulu kwezigameko zalolu dlame kubonisa ukuthi azisebenzi neze kahle lezi zinhlelo zokungenelela. Lolu cwaningo lwaqoqa idatha kwabesifazane abake bahlangabezana ne-IPV, ngenhloso yokucubungula nokuhlaziya ngokujulile izigameko abadlule kuzona abesifazane abayizisulu ze-IPV abathola usizo enhlanganweni engenzi nzuzo. Ababambiqhaza abayisishiyagalombili abavela enhlanganweni engenzi nzuzo eGoli bakhethwa ngokulandela indlela yokukhetha ababambiqhaza ngokwezici-bunjalo zabo ezihambelana nezinhloso zocwaningo. Idatha yaqoqwa kubabambiqhaza ngokusebenzisa izingxoxo ezingama-semi-structured interviews ezabanjwa ngolimi lwesiNgisi isikhathi esiyihora. Kwasetshenziswa i-interpretative phenomenological analysis (IPA) kanye ne-ecological model njengohlaka lwethiyori yokuhumusha izigameko abadlule kuzona abesifazane ezimpilweni zabo.Imiphumela-ngqangi yocwaningo yakhombisa ukuthi izimo eziqondene nomuntu ngamunye, njengokuhlangabezana komuntu nodlame ngenkathi eseyingane, kwaba nomthelela kwindlela abesifazane abahlangabezana ngayo nezigameko ze-IPV nezinyathelo abazithathayo kanye nolwazi abaluzuzayo kulokhu. Amaqhaza kanye nemisebenzi ethathwa njengemisebenzi yabesifazane kuphela kanye nezimo zomnotho ezinzima ababhekene nazo abesifazane kwaba nomthelela kwindlela abahlangabezana ngayo nezigameko ze-IPV kanye nezinyathelo abazithathayo. Ngaphezu kwalokho, izimompilo kanye nezinkolelo zomphakathi wonkana eziphathelene nodlame zabonisa ukugunyazeka ngandlelathize kodlame abahlangabezane nalo abesifazane futhi ngokunjalo zalwenza lwaba yinto ethathwa njengejwayelekile. Imiphumela-ngqangi yocwaningo ikhulisa ukuqonda kwethu i-IPV futhi ihlinzeka ngethuba lokwengeza olwazini lwe-IPV oluqondene nesimo saseNingizimu Afrika. / Psychology / M.A. (Psychology)

Page generated in 0.0365 seconds