• Refine Query
  • Source
  • Publication year
  • to
  • Language
  • 2
  • Tagged with
  • 2
  • 2
  • 2
  • 2
  • 2
  • 2
  • 1
  • 1
  • 1
  • 1
  • 1
  • 1
  • 1
  • 1
  • 1
  • About
  • The Global ETD Search service is a free service for researchers to find electronic theses and dissertations. This service is provided by the Networked Digital Library of Theses and Dissertations.
    Our metadata is collected from universities around the world. If you manage a university/consortium/country archive and want to be added, details can be found on the NDLTD website.
1

Interactive digital media displacement : digital imagery contextualised within deep remixability and remediation / Ukusetshenziswa kokususwa kwezithombe zezindaba zokusakaza ngedijithali : umfanekiso wedigithali owumongo ogxile ngokuxutshwa okujulile nokulungisa / Ukushenxisa imiboniso yedijithali ngentsebenziswano : imbonakalo yedijithali kwimeko yokuxubeka nzulu nokuhlaziywa

Van Heerden, Carel Jacobus 01 1900 (has links)
Text in English, with abstracts and keywords in English, Zulu and Xhosa / Link to the dataset (catalogue): https://doi.org/10.25399/UnisaData.14101913.v1 / Digital image editing is rooted in the analog practices of photographic retouching from the late nineteenth century. This study interrogated how novel contributions of new media practice can inform understanding of the relationship between digital and analog media. The study also sought to explore new conceptual avenues in the creation of digital art that incorporates key aspects of both new and traditional media. This study employed a literature review of selected discourses related to new media studies. Specifically, the work of scholars Lev Manovich, Jay David Bolter, Richard Grusin, and Filipe Pais on the interplay between traditional and new media formed the cornerstone of the analysis. These discourses contextualise an analysis of several contemporary case studies of digital artists, with a particular focus on John Craig Freeman and the Oddviz collective. These works were selected for the way in which they destabilise conventional notions of digital photography in new media and the way digital content can be ‘displaced’ into a physical space. From this analysis several concepts arise that serve as distinguishing markers for media displacement. These themes include embodiment, memory, identity formation, autotopography, and intermediality. The dissertation concludes with an overview of my work that incorporates the concepts derived from my analysis of the case studies. It discusses how my exhibition Digital Tourist, a mixed media installation, makes use of photogrammetry and AR to displace the private connections of an individual life into the public space of the gallery. / Ukuhlelwa kwezithombe zezindaba zedijithali kususelwe emikhubeni ye-analokhu yokuthwebula kabusha izithombe kusukela ngasekupheleni kwekhulu leshumi nesishiyagalolunye leminyaka.. Lolu cwaningo luphenye ukuthi iminikelo yenoveli emisha yokwenziwa kwezezindaba ezintsha zingakwazisa kanjani ukuqonda kobudlelwano phakathi kwezindaba zedijithali ne-analokhu. Ucwaningo luphinde lwafuna ukubheka izindlela ezintsha zomqondo ekwakhiweni kobuciko bedijithali obufaka izinndaba ezibalulekile kokubili kwezokuxhumana nezendabuko ezintsha. Izinkulumo ezikhethiwe ezihlobene nezifundo zezindaba ezintsha zibuyekeziwe. Ngokuqondile, umsebenzi wezazi uLev Manovich, Jay David Bolter, Richard Grusin noFilipe Pais ekusebenzisaneni phakathi kwabezindaba bendabuko nabasha kwakha okuzobhekwa ngqo uma kuhlaziywa. Lezi zinkulumo zigxila ekuhlaziyweni kwezifundo zamanje zamaciko edijithali, kugxilwe kakhulu kuJohn Craig Freeman kanye neqoqo le-Oddviz. Le misebenzi yakhethwa ngendlela yokuthi ingazinzisi imiqondo ejwayelekile yokuthwebula izithombe zedijithali emithonjeni emisha kanye nokuthi okuqukethwe kwedijithali "kungahanjiswa kanjani" endaweni ebonakalayo. Ukusuka kulokhu kuhlaziywa kuvela imiqondo eminingana esebenza njengezimpawu ezihlukanisayo zokufuduswa kwabezindaba. Lezi zingqikithi zifaka phakathi ukwakheka, inkumbulo, ukwakheka kobunikazi, ukuziphendulela kanye nokuzibandakanya. Idezetheyishini iphetha ngokubuka konke ngomsebenzi wami ohlanganisa imiqondo esuselwe ekuhlaziyweni kwami kwezifundo zocwaningo. Ingxoxo ihlanganisa ukuthi umbukiso wami we-Zivakashi zeDijithali, ukufakwa kwabezindaba okuxubile, isebenzisa uhlelo lokuthwebula olusebenzisa ulimi noma ifothogrametri ne-AR ukukhipha ukuxhumana kwangasese kwempilo yomuntu ngamunye endaweni yomphakathi yegalari. / Ukuhlela imifanekiso yedijithali yinkqubo eyendeleyo, nowaqalwa kwiminyaka yokugqibela yenkulungwane yeshumi elinethoba, kwimisebenzi yezifaniso/yeanalogu ekuhlaziyweni kweefoto. Esi sifundo siphonononga ukuba igalelo elikhethekileyo leendlela ezintsha zonxibelelwano lwemiboniso/imidiya lingenza njani ukuqinisa ukuqonda unxulumano phakathi kwemiboniso yedijithali neyeanalogu. Kwakhona, esi sifundo sizama ukuphanda iindlela ezintsha ezisetyenziswa kubugcisa bedijithali neziquka imiba ephambili yemiboniso yale mihla neyakudala. From this analysis several concepts arise that serve as distinguishing markers for media displacement. These themes include embodiment, memory, identity formation, autotopography and intermediality. Kuphononongwe iingxoxo ezithile ezimalunga nezifundo zemiboniso yale mihla. Kuqwalaselwe ngakumbi imisebenzi yeengcali ooLev Manovich, Jay David Bolter, Richard Grusin kunye noFilipe Pais malunga nonxulumano phakathi kwemiboniso yakudala neyale mihla njengesiseko solu hlalutyo. Ezi ngxoxo zifaka emxholweni uhlalutyo lwezifundo zokuzekelisa zale mihla malunga nabazobi bale mihla, kugxininiswa kwindibanisela ka John Craig Freeman nekaOddviz. Le misebenzi ikhethwe ngenxa yokuba iyazichitha iingcinga eziqhelekileyo malunga nokufota ngedijithali kwimiboniso yale mihla nangendlela iziqulatho zedijithali “zinokushenxiswa” zisiwe kwindawo ebambekayo. Olu hlalutyo luveze iingcinga eziliqela nezisebenza njengeempawu zoshenxiso lwemiboniso. Imixholo iquka imifuziselo, ukukhumbula, ukwenziwa kwesazisi, ukuzazisa ngezinto onazo, unxulumano phakathi kwemiboniso eyahlukeneyo Le ngxelo yophando igqibela ngokushwankathela umsebenzi wam ohlanganisa iingcinga ezivele ekuhlalutyeni kwam izifundo ezingumzekelo. Ingxoxo ibonisa ukuba umboniso wengqokelela yemisebenzi yam owaziwa ngokuba yiDigital Tourist, ubusebenzise njani ubuchwepheshe ekuthiwa yifotogrametri (obokufumana ulwazi ngokuhlalutya imifanekiso) ekushenxiseni unxulumano lwabucala lobomi bomntu ibubeke kwindawo ebonwa nguwonkewonke apho kubukwa imifanekiso neefoto (igalari). / https://doi.org/10.25399/UnisaData.14101913.v1 / Arts and Music / M.A. (Visual Arts)
2

Childhood sexual abuse and contemporary trauma theory : a visual exploration in selected South African artworks / Uphando lokubonwayo kwimisebenzi yobugcisa eMzantsi Afrika

Jooste, Ané 08 1900 (has links)
Text in English, with abstracts and keywords in English and Xhosa / The study delves into traumatic memories rooted in the unconscious mind and the modalities of expression of traumatic memories of childhood. Specific reference is made to the trauma studies of Cathy Caruth and Bessel van der Kolk. Using a framework of contemporary trauma theory, I argue that trauma manifests through childhood sexual abuse (CSA) manifests in trauma and that a number of artworks by myself, Penny Siopis and Nathani Lüneberg, reflect such trauma. The research is conducted as practice-led research and focuses on interpretations of selected artworks as well as a theoretical component. The body of large-scale digital paintings plays a significant role in the research process, which implies that theory leads practice and vice versa. The work encompasses the visual exploration of CSA and it is specifically analysed according to my interpretation of symbols such as the naked female body and intimate scenes which illustrate, vulnerabilty, curtains that metaphorically represent a view into my unconscious mind. The symbol of the uterus or the womb, where a foetus or unborn baby develops and grows, is a symbol of nurturing and protection. The artworks are primarily considered according to notions of CSA that cause betrayal and traumatic associations with sex, angst and psychological fragility in children. The exhibition portrays the psychobiological and psyhoanalytical aspects of childhood trauma resulting from CSA. The creative work consists of four digital paintings and seven photographic artworks. The artworks in The Silent Wound Series portray CSA, childhood trauma, and traumatic memories in the unconscious. Dealing with the understanding and representation of childhood trauma such as CSA, these themes are continuously embodied in my artworks. As the portrayal of the fragile girl child’s body as a signifier in the artworks relates to my personal situation, I choose an empathic view of childhood trauma within the study, portraying traumatic events and the memories thereof in the unconscious. The aim of the study is to recognise how digital painting and photography enable the representation and understanding of CSA and traumatic memories and how the silenced and abused child’s voice can be expressed through the affective and transactive quality of art. The main study objective is to investigate if traumatic memories occur in victims of CSA. / Uphononongo lungena nzulu kwiinkumbulo ezoyikisayo ezendele kwingqondo eleleyo kunye neendlela zokubonisa iinkumbulo ezibuhlungu zobuntwana. Ngokukhethekileyo kujoliswe kuphando olwenziwe kwizifundo zomothuko zikaCathy Caruth noBessel van der Kolk. Ndisebenzisa isakhelo sethiyori yanamhlanje, ndivakalisa ukuba umothuko wokuxhatshazwa ngokwesondo ebuntwaneni (i-CSA) bubonakala kuloyiko kwaye eminye yemisebenzi yam yobugcisa, uPenny Siopis kunye noNathani Lüneberg, ibonisa uloyiko olunjalo. Uphando lwenziwa njengophando olukhokelwa kukuziqhelanisa kwaye lujolise kutoliko lwemisebenzi yobugcisa ekhethiweyo kunye nenxalenye yethiyori. Uvimba wemizobo emikhulu yedijithali idlala indima ebalulekileyo kwinkqubo yophando, oko kuthetha ukuba ithiyori ikhokelela ekusebenzeni kwaye nangokuphendulelekileyo. Umsebenzi uquka uphando olubonakalayo kwe-CSA kwaye ucazululwa ngokukodwa ngokokutolika kwam iisimboli ezinje ngomzimba wabasetyhini ehamba ze kunye nemiboniso esondeleleneyo ebonisa, ukuba sesichengeni, iikhethini ngokukwekwayo ezimele imbono kwingqondo yam eleleyo. Uphawu lwesibeleko okanye isibeleko, apho umbungu okanye usana olungekazalwa lukhula khona kwaye lukhule, siluphawu lokondla nokukhusela. Imisebenzi yobugcisa iqwalaselwa ikakhulu ngokwemibono ye-CSA ebangela ukungcatshwa kunye nomanyano oludakumbisayo ngezesondo, ixhala kunye nobu-ethe-ethe ngokwengqondo ebantwaneni. Umboniso uzoba iimeko zengqondo ephilayo kunye nohlalutyo lwengqondo elimeleyo yobuntwana ebangelwe yi-CSA. Umsebenzi wobugcisa unemizobo emine yedijithali kunye neefoto zobugcisa esixhenxe. Imisebenzi yobugcisa kwi-Silent Wound Series izoba i-CSA, umothuko wobuntwana, kunye neenkumbulo ezibuhlungu ezikwingqondo eleleyo. Ukusebenza nokuqonda nokutolika ukwenzakaliswa kobuntwana okufana ne-CSA, le mixholo ihlala iyinxalenye kwimisebenzi yam yobugcisa.Njengoko ukwenza uzobo lomzimba o-ethe-ethe womntwana oyintombazana njengomboniso kwimisebenzi yobugcisa kunxulumene nemeko yam yobuqu, ndikhetha umbono onovelwano wokwenzakala kobuntwana kolu phononongo, ndibonisa iziganeko ezihlasimlis 'umzimba kunye neenkumbulo zazo ezingqondweni ezileleyo. Injongo yophando kukufuna ukuqonda ukuba imizobo ngedijithali kunye nokufota kukwenza njani ukumelwa kunye nokuqondwa kwe-CSA neenkumbulo ezenzakalisayo nokuba ilizwi elithulisiweyo nempatho-mbi yomntwana linokuvakaliswa njani ngokomgangatho ochaphazelayo notshintshayo wobugcisa. Eyona njongo iphambili yophando kukuphanda ukuba iinkumbulo ezibuhlungu ziyenzeka kumaxhoba e-CSA. / Arts and Music / M.V.A.

Page generated in 0.0217 seconds