• Refine Query
  • Source
  • Publication year
  • to
  • Language
  • 1
  • Tagged with
  • 1
  • 1
  • 1
  • 1
  • 1
  • 1
  • 1
  • 1
  • 1
  • 1
  • 1
  • 1
  • 1
  • 1
  • 1
  • About
  • The Global ETD Search service is a free service for researchers to find electronic theses and dissertations. This service is provided by the Networked Digital Library of Theses and Dissertations.
    Our metadata is collected from universities around the world. If you manage a university/consortium/country archive and want to be added, details can be found on the NDLTD website.
1

Driepootpotverhaalbemarkingsmodel vir Kleindorpse Toerismebestemmings

De Beer, Matthys Andries 01 1900 (has links)
Abstract in English, Afrikaans and Xhosa / The problem investigated in this study is the lack or poor use of local stories by destination managers in the marketing of their destinations. This neglect of the potential use of local stories limits the potential market share, especially of small towns. This study is based on the role of storytelling in the marketing sphere as a whole and specifically in the tourism industry. Key components of storytelling in marketing are identified and analysed along with existing narrative marketing models. In the process of developing and implementing a narrative-based destinations marketing model, the focus is on small towns in South Africa. The study aims to achieve the following: fill the void in the South African literature in destination marketing; document the storytelling process; and develop a workable, strategic destination marketing model, and implement this model. In achieving the secondary objectives, the study succeeded in its primary objective, namely to develop a three-legged pot or story pot (“driepootpot”) marketing model. The narrative destination marketing model was developed through quantitative and qualitative research in area served by the Drakenstein Municipality, located in the Western Cape in South Africa. A combination of phenomenology and grounded theory was used to analyse the data. / Ingxaki ephandwayo kwesi sifundo kukunqaba okanye kukusetyenziswa buthathaka kwamabali endawo ngabaphathi beendawo xa beququzelela ukuthengwa kweendawo zabo. Oku kungawasebenzisi amabali endawo kucutha isabelo sengeniso, ngakumbi kwiidolophana ezincinci. Esi sifundo sisekelwe kwindima yokubalisa amabali ekuququzeleleni intengo, ngakumbi kurhwebo lokhenketho. Kuchongwe, kwahlalutywa amanqanaba aphambili okubalisa amabali, kwaqwalaselwa neendlela zokuququzelela intengo ngokubalisa. Kwinkqubo yokuphuhlisa nokusebenzisa indlela yokuququzelela intengo ngokubalisa amabali endawo, kugxininiswe kwiidolophana ezincinci eMzantsi Afrika. Esi sifundo sijonge ukufezekisa ezi njongo zilandelayo: ukuvala isikhewu esikhoyo kuncwadi loMzantsi Afrika malunga nokuququzelela intengo ngokubalisa amabali endawo; ukubhala inkqubo yokubalisa amabali; nokuphuhlisa indlela esebenzayo yokuququzelela intengo ngokubalisa amabali endawo kwanokuyisebenzisa le ndlela iphuhlisiweyo. Ekufezekiseni iinjongo ezayamileyo, isifundo esi siphumelele ekufezekiseni injongo engundoqo, leyo ikukuphuhlisa indlela yokuququzelela intengo eyimbiza emilenze mithathu okanye imbiza yamabali (“driepootpot”). Indlela yokuququzelela intengo ngokubalisa amabali endawo yaphuhliswa ngokuqhuba uphando ngokuzathuza nangokobuninzi bedatha kwisithili esiphantsi koMasipala iDrakenstein, kwiphondo leNtshona Koloni eMzantsi Afrika. Idatha ihlalutywe ngokuxuba iingcingane zobume bamava (iphenomenology) neyentsingiselo yedatha eqokelelweyo (igrounded theory). / Die probleem wat in hierdie studie ondersoek word, is die gebrek of swak gebruik van verhale deur plaaslike bestemmingsbestuurders in die bemarking van hul bestemmings. Hierdie verwaarlosing van die potensiële gebruik van plaaslike verhale en stories beperk die potensiële markaandeel van veral klein dorpies. Hierdie studie is gegrond op die rol van vertelkuns (storytelling) in die bemarkingsfeer as geheel en spesifiek in die toerismebedryf. Sleutelkomponente van storievertelling in bemarking word geïdentifiseer en ontleed saam met bestaande narratiewe bemarkingsmodelle. In die proses om ’n verhaal-gebaseerde bemarkingsmodel vir bestemmings te ontwikkel en te implementeer, val die fokus op klein dorpies in Suid-Afrika. Die studie het ten doel om die volgende te bereik: die leemte te vul in die Suid-Afrikaanse literatuur ten opsigte van bestemming bemarking; die verhaalproses te dokumenteer; en ’n werkbare, strategiese bemarkingsmodel vir bestemmings te ontwikkel vir implementering. Deur die sekondêre doelwitte te behaal, het die studie daarin geslaag om sy primêre doel te bereik, naamlik om ’n driepootpot-verhaalbemarkingsmodel te ontwikkel. Die driepootpot-verhaalbemarkingsmodel vir bestemmings is ontwikkel deur middel van kwantitatiewe en kwalitatiewe navorsing in gebied wat deur die Drakenstein Munisipaliteit, geleë in die Wes-Kaap in Suid-Afrika, gedien word. ’n Kombinasie van fenomenologie en gegronde teorie is gebruik om die data te analiseer. / Business Management / D. Phil. (Bestuurstudie)

Page generated in 0.0664 seconds