• Refine Query
  • Source
  • Publication year
  • to
  • Language
  • 2
  • Tagged with
  • 2
  • 2
  • 2
  • 2
  • 2
  • 2
  • 2
  • 1
  • 1
  • 1
  • 1
  • 1
  • 1
  • 1
  • 1
  • About
  • The Global ETD Search service is a free service for researchers to find electronic theses and dissertations. This service is provided by the Networked Digital Library of Theses and Dissertations.
    Our metadata is collected from universities around the world. If you manage a university/consortium/country archive and want to be added, details can be found on the NDLTD website.
1

Social context, social cohesion and interventions: an assessment of early childhood development (ECD) programmes in selected communities in the Cape Flats

Sonnenberg, Edwina Samantha 01 1900 (has links)
Text in English with abstracts in English, isiZulu, and isiXhosa / South Africa’s education system is in crisis. Problems in education directly impact the country’s economy through its influence on skills development for employability. Young children trapped in an environment under serviced by educational resources and haracterised poor social cohesion cannot reach their full potential. This study, undergirded by Bronfenbrenner’s ecological model, sought to establish whether stateled early childhood development centres (ECDCs) in the Cape Flats can establish social cohesion and foster responsible citizenship and youth resilience. A qualitative study was conducted in selected ECDCs. Focus group interviews with caregivers of children from sampled centres and face-to-face interviews with the owners/managers of centres were augmented by an interview with an official from local government. The study concluded that the sampled ECDCs are merely coping, but restricted by various problems. They cannot function optimally as institutions for community development, although the community holds them in high esteem. Recommendations are made for improvements. / Uhlelo lwemfundo yaseNingizimu Afrika lunezingxaki. Izinkinga ezitholakala kwezemfundo zinomthelela othintana ngqo nezomnotho ngenxa yethonya ezinalo ekuthuthukisweni kwamakhono kuzokwenza abantu ukuba baqasheke. Izingane ezisezincane ezibiyelwe esibayeni esincishwa izimfanelo zezemfundo, ezingenakho nokubumbana okufanele komphakathi, ngeke zakufeza lokho ezinamandla okufinyelele kukho. Ucwaningo olususelwe esibonelweni sikaBronfenbrenner ngobudlelwane bomuntu nesizinda sakhe, lwaluhlose ukuthola ukuthi ngabe izikhungo eziholwa ngumbuso zokuthuthuka kwezingane ezincane (ama-ECDC) eCape Flats ziyakwazi yini ukugxilisa ukubumbana komphakathi, zikhulise kumuntu ukuba yisakhamuzi esiqotho nabasha abakwazi ukuqina bomelele. Kwenziwa ukuhlolisisa ezikhungweni zama-ECDC ezikhethiwe. Kwaba nokuxoxisana namaqembu aqokiwe abanakekeli bezingane zakulezo zikhungo ezikhethiwe, kwabuye kwaba nokuxoxa bukhoma nabanikazi/abaphathi bezikhungo, okwengezwa kukho nesikhulu esivela kuhulumeni wendawo. Lolu cwaningo lwafinyelela ekuthini izikhungo ezikhethiwe zama-ECDC zazipatanisa nje ngoba zazinqindwa yizinkinga ezahlukene, okusho ukuthi zazingakwazi ukusebenza ngokuphelele njengezikhungo zokuthuthukisa umphakathi, noma umphakathi wona wawuzibabaza kakhulu. Kukhona nezincomo ngokungase kwenziwe ukuze isimo sibe ngcono. / Isimo senkqubo yemfundo yoMzantsi Afrika simandundu. Iingxaki ezikhoyo kwezemfundo ziluchaphazela ngqo uqoqosho ngenxa yokuba zinefuthe kuphuhliso lwezakhono ezilungiselela ukuqesheka komntu. Abantwana abaselula abakwazi ukuphuhla ngokugqibeleleyo kuba bavaleleke kwimeko yemfundo eneenkonzo ezingekho mgangathweni nakwisimo esingazinzanga somphakathi. Esi sifundo sisekelwe kwinkqubo kaBronfenbrenner yolwalamano lwezinto eziphilayo nendalo, kwaye sizama ukuqonda ukuba ingaba ukusekwa kwamaziko ophuhliso lwabantwana abancinci (iiearly childhood development centres- ECDCs) eCape Flats kungadala uzinzo eluntwini, kukhuthaze ukuba ubani abe ngummi othatha uxanduva, ulutsha lungathabatheki lula kusini na. Uphando lomgangatho lwenziwe kumaziko iiECDCs ezikhethiweyo. Udliwano-ndlebe namaqela abantu abagcina abantwana kumaziko akhethiweyo kwanabaphathi baloo maziko luxhaswe ludliwano-ndlebe esiphathamandla sorhulumente wendawo. Esi sifundo sifikelele kwisigqibo esithi ezi ECDCs zikhethiweyo ziyazama kodwa zikhonkxwa ziingxaki ezahlukeneyo, nto leyo ithetha ukuthi azikwazi ukusetyenziswa ngokupheleleyo njengamaziko ophuhliso lomphakathi nangona umphakathi wona uzixabise kakhulu. Kunikwe iingcebiso zokuphucula imeko. / Development Studies / M.A. (Development Studies)
2

Understanding women’s lived experiences of intimate partner violence in a non-profit organisation in Johannesburg, South Africa

Bam, Bongiwe 10 1900 (has links)
Text in English with abstracts in English, isiXhosa and isiZulu / Research about intimate partner violence (hereafter IPV) in South Africa indicate that there are high prevalence rates. The negative effects of this phenomenon create a wide range of physical, mental and emotional problems for those exposed to it. There have been various intervention programmes designed to address IPV. However, the high incidence indicates that these have been ineffective. Seeking to explore women’s lived experiences of IPV at a non-profit organisation, this study gathered data from women with experiences of IPV. Eight participants were selected based on purposive sampling technique from a non-profit organization in Johannesburg. Utilizing semi-structured interviews conducted in English for a duration of one hour, data was gathered from the participants. Using IPA and the ecological model as a theoretical framework to interpret the women’s lived experiences. The findings of the study indicated that individual factors such as childhood exposure to violence influenced the women’s lived experiences of IPV. Stereotypical gender roles and economic strains were found to be at the core of the women’s lived experiences of IPV. Furthermore, broader societal values and beliefs about violence proved to validate and normalise the violence women experienced. The findings broaden our understanding of intimate partner violence and offer an opportunity to add knowledge of intimate partner violence in the South African context. / Uphando malunga nobundlobongela obenziwa liqabane othandana nalo (apha okubizwa ngokuba yi-IPV) eMzantsi Afrika lubonakalisa ukuba bukwizinga eliphezulu. Iziphumo ezibi zesi senzeko zidala iingxaki ezahlukahlukeneyo ngokwasemzimbeni, ngokwasengqondweni nangokwasemphefumlweni kwabo basesichengeni sazo. Iinkqubo zongenelelo ezahlukahlukeneyo ziye zayilelwa ukuhlangabezana neIPV. Nangona kunjalo, izehlo eziphezulu zibonakalisa ukuba azikhange zisebenze. Ngokufuna ukuphonononga iimeko amabhinqa aphila phantsi kwazo zeIPV kwiqumrhu elingenzi nzuzo, olu phononongo luqokelele idatha kumabhinqa aphila phantsi kweemeko zeIPV. Abathabathinxaxheba abasibhozo bakhethwa kwiqumrhu elingenzi nzuzo eGoli ngokusekelwe kubuchule bokusampula okunenjongo. Kusetyenziswa udliwanondlebe olwakheke ngokwesiqingatha olwaqhutywa ngesiNgesi ngesithuba seyure enye, idatha yaye yaqokelelwa kubathabathinxaxheba. Uhlalutyo lwamava emo yesenzeko umntu aphila phantsi kwaso (i-IPA) kunye nemodeli yonxibelelwano phakathi koluntu nemekobume yalo zasetyenziswa njengenkqubosikhokelo sethiyori ukutolika iimeko amabhinqa aphila phantsi kwazo. Iziphumo zophononongo zabonakalisa ukuba iimeko ezizodwa ezinje ngokuba sesichengeni sobundlobongela ebuntwaneni ziphembelele iimeko amabhinqa aphila phantsi kwazo zeIPV. Iindima zobuni zeengcinga ezisoloko zisetyenziswa njalo kunye nengxaki yezoqoqosho zafumaniseka zingoyena ndoqo weemeko amabhinqa aphila phantsi kwazo ngokuphathelele kwi-IPV. Kwakhona, imikhwa esulungekileyo yoluntu ngokubanzi kunye neenkolelo malunga nobundlobongela zibonakalise ukwamkela nokubenza bube yinto eqhelekileyo ubundlobongela obuthe behlela amabhinqa.Iziphumo zenza siqonde ngokungaphaya ngeIPV kwaye zinika ithuba lokongeza ulwazi ngeIPV kwimeko yaseMzantsi Afrika. / Ucwaningo mayelana nodlame lwezithandani (emva kwalokhu oluzobizwa nge-IPV) eNingizimu Afrika lukhombisa ukuphakama okukhulu kwamazinga okwanda nokusabalala kwalolu hlobo lodlame kuleli. Imithelela engemihle neze yalolu dlame idala izinkinga eziningi impela kulabo abazithola bebhekene nalolu dlame, okungaba yizinkinga zomzimba, zengqondo kanye nezomphefumulo. Ziningi izinhlelo zokungenelela ezisunguliwe njengomzamo wokuqeda isihlava se-IPV. Kepha-ke, ukubhebhetheka nokusabalala kakhulu kwezigameko zalolu dlame kubonisa ukuthi azisebenzi neze kahle lezi zinhlelo zokungenelela. Lolu cwaningo lwaqoqa idatha kwabesifazane abake bahlangabezana ne-IPV, ngenhloso yokucubungula nokuhlaziya ngokujulile izigameko abadlule kuzona abesifazane abayizisulu ze-IPV abathola usizo enhlanganweni engenzi nzuzo. Ababambiqhaza abayisishiyagalombili abavela enhlanganweni engenzi nzuzo eGoli bakhethwa ngokulandela indlela yokukhetha ababambiqhaza ngokwezici-bunjalo zabo ezihambelana nezinhloso zocwaningo. Idatha yaqoqwa kubabambiqhaza ngokusebenzisa izingxoxo ezingama-semi-structured interviews ezabanjwa ngolimi lwesiNgisi isikhathi esiyihora. Kwasetshenziswa i-interpretative phenomenological analysis (IPA) kanye ne-ecological model njengohlaka lwethiyori yokuhumusha izigameko abadlule kuzona abesifazane ezimpilweni zabo.Imiphumela-ngqangi yocwaningo yakhombisa ukuthi izimo eziqondene nomuntu ngamunye, njengokuhlangabezana komuntu nodlame ngenkathi eseyingane, kwaba nomthelela kwindlela abesifazane abahlangabezana ngayo nezigameko ze-IPV nezinyathelo abazithathayo kanye nolwazi abaluzuzayo kulokhu. Amaqhaza kanye nemisebenzi ethathwa njengemisebenzi yabesifazane kuphela kanye nezimo zomnotho ezinzima ababhekene nazo abesifazane kwaba nomthelela kwindlela abahlangabezana ngayo nezigameko ze-IPV kanye nezinyathelo abazithathayo. Ngaphezu kwalokho, izimompilo kanye nezinkolelo zomphakathi wonkana eziphathelene nodlame zabonisa ukugunyazeka ngandlelathize kodlame abahlangabezane nalo abesifazane futhi ngokunjalo zalwenza lwaba yinto ethathwa njengejwayelekile. Imiphumela-ngqangi yocwaningo ikhulisa ukuqonda kwethu i-IPV futhi ihlinzeka ngethuba lokwengeza olwazini lwe-IPV oluqondene nesimo saseNingizimu Afrika. / Psychology / M.A. (Psychology)

Page generated in 0.0431 seconds