Abstracts in English and Xhosa / Given the need for prompt responses to today’s dynamic market, maintenance and maintenance management functions are becoming increasingly fundamental for industrial companies. Reduction of waste and bottlenecks, particularly the reduction of overproduction and work in process, accentuates the impact of malfunctions or failures of equipment on production. As such, it has become ever more urgent for proactive world-class maintenance to turn to computer-based support for efficacious management. To successfully manage activities such as the scheduling of activities, the planning of preventive maintenance actions, the analysis of data (to reduce the occurrence of malfunction and failures), and augment the absolute performance of the maintenance function, industrial companies implement information systems enabled by computerised maintenance management systems (CMMS) to deliver timely and accurate information. However, while various CMMS are available on the market, not all meet the exactitudes of each industrial company. The overall objective of this thesis is threefold: to explore major barriers and obstacles that have a negative impact on implementing CMMS; to identify the most common critical success factors (CSFs) that have a positive impact on implementing CMMS; and to develop an optimised CMMS model suitable to the context of Ethiopian manufacturing industries. To achieve this, an exploratory descriptive research design was employed, utilising both quantitative and qualitative data-gathering techniques, including structured interviews and questionnaires. Both qualitative and quantitative findings Suggest that the most important CSFs for CMMS implementation were work planning and
scheduling and work identification and responsibilities, while the Ethiopian manufacturing
firms lagged behind in the case of information technology and appraisal. Overall, key isues in maintenance management range from several maintenance techniques, information systems, scheduling, and optimisation models. This thesis is projected to be a useful source of information for both maintenance managers and stakeholders in CMMS decision making. It also creates opportunities for future research in this area of study. / Ngenxa yesidingo seempendulo ezikhawulezileyo kwimarike yanamhlanje eguqukayo,
ukulondoloza kunye nololondolozo lwemisebenzi yolowulo ziya zisanda ngokubaluleka
kwiinkampani zoshishino. Ukuncitshiswa kwenkcitho kunye nokuxinana kwindawo
eziphezulu , ngakumbi ukucuthwa kwemveliso egqithisileyo kunye nokusebenza kwinkqubo,
kunyusa ifuthe lokungasebenzi kakuhle okanye ukusilela kwezixhobo kwimveliso. Kananjalo,
kuye kwangxamiseka nangakumbi kulondolozo lwenqanaba lehlabathi ukuba liphendukele
kwinkxaso esekwe kwikhompyutha ukwenzela ulawulo olusebenzayo.
Ukulawula ngempumelelo imisebenzi efana nokucwangciswa kwemisebenzi, ukucwangciswa
kwezenzo zolondolozo zokukhuselo, ucalulo lwedatha (ukunciphisa ukwenzeka
kokungasebenzi kakuhle kunye nokusilela), kunye nokwandisa ukusebenza ngokupheleleyo
komsebenzi wolondolozo, iinkampani zamashishini zisebenzisa iinkqubo zolwazi ezenziwa
ziinkqubo zolawulo lokulondoloza ngekhompyutha (i-CMMS) ukuhambisa ulwazi
oluchanekileyo kwangexesha.
Nangona kunjalo, ngelixa ii-CMMS ezahlukeneyo zifumaneka kwimarike, ayizizo zonke
ezihlangabezana ngqo nemilinganiselo yenkampani nganye yemizimveliso. Eyona njongo yale
ngcingane ebhaliweyo engqinelwa ziingxoxo, ithisisi ihlulwe kathathu: ukuphonononga
imiqobo engundoqo kunye nezithintelo ezinefuthe elibi ekuphumezeni iiCMMS; Ukuchonga
ezona zinto zibalulekileyo zempumelelo (CSFs) ezinefuthe elihle ekuphumezeni iCMMS;
kunye nokuvelisa imodeli ye-CMMS elungele imeko yemizimveliso yase-Ethiopia.
Ukufezekisa oku, uyilo lophando oluchazayo lwasetyenziswa, kusetyenziswa ubuchule
bokuqokelela idatha eninzi kunye nesemgangathweni, kubandakanya udliwanondlebe
olulungiselelweyo kunye nephepha lemibuzo.Zozibini iziphumo ezedatha esengangathweni
kunye nedatha ngokobungakanani zibonisa ukuba ezona CSFs zibalulekileyo ekuphunyezweni
kweCMMS yayikukucwangciswa komsebenzi nokucwangciswa nokwenza uludwe lweenkqubo
kunye nokuchongwa komsebenzi kunye noxanduva, ngelixa iifemu zemveliso zase-Ethiopia
zisasele ngasemva kwimeko yolwazi lwetekhnoloji kunye novavanyo.
Kukonke, imiba ephambili kulawulo lolondolozo isukela kwiindlela ezahlukeneyo zobuchule
zolondolozo, kwiinkqubo zolwazi, kuludwe lokwenziwa kweenkqubo zolwazi, kunye
neemodeli ezigqibeleleyo. Le thisisi kuqikelelwa ukuba ingumthombo wolwazi oluluncedo
kubo bobabini abaphathi bezolondolozo kunye nabachaphazelekayo ekuthathweni kwezigqibo
kwiCMMS. Ikwadala amathuba ophando lwexesha elizayo kulo mmandla wokufunda. / Business Management / DBL (Business Leadership)
Identifer | oai:union.ndltd.org:netd.ac.za/oai:union.ndltd.org:unisa/oai:uir.unisa.ac.za:10500/26885 |
Date | January 2020 |
Creators | Hunegnaw, Zerihun Tariku |
Contributors | Jetu, Fanta Tesegera |
Source Sets | South African National ETD Portal |
Language | English |
Detected Language | English |
Type | Thesis |
Format | 1 online resource (213 leaves), application/pdf |
Page generated in 0.0028 seconds