Return to search

Engendering the rock art archaeology of the north Eastern Cape, South Africa Ritual specialists, novices, and social conditioning

Abstracts in English, Zulu and Xhosa / Rock art affords unique opportunities for engendered research because it provides emic views of how specific people re-presented themselves. My feminist study investigates under-researched ‘San/Bushman’ gendered identities to understand more about area-specific constructions of personhood through analysing 2852 rock paintings from two adjacent areas of the northern Eastern Cape, South Africa. Using quantitative and qualitative methods and evidence from excavation archaeology, ethnography, ethology, and neurocognitive research, I identify three categories of ritual specialists: experienced and preeminent; ordinary; and novice. These paintings show that wo/men ritual specialists could transcend the identity norms of ordinary people, but men ritual specialists may have had more status and power. I suggest the paintings acted as a controlling mechanism for the potency of women, indoctrination of novices, and present an ideal for the practice of ritual specialists and ordinary people. This research has important implications for identifying different types of identity marking by different groups of southern African San. / Bonono ba majwe bo fana ka menyetla e ikgethang bakeng sa dipatlisiso tse fokolang hobane e fana ka ditjhebo tsa bonnete tsa hore na batho ba itseng ba ne ba itlhahisa jwang. Boithuto ba ka ba tsa bosadi bo fuputsa boitsebiso ba batho ba maSan/Busumane bo so kang bo batlisiswa haholo ele ho utlwisisa haholwanyane ka dikaho tsa dibaka tse ikgethileng tsa botho ka ho manolla metako ya pente e 2852 e tswang dibakeng tse pedi tse bapileng tsa borwa ho Kapa Botjhabela, Afrika Borwa. Ka tshebediso ya mekgwa ya bongata le boleng le bopaki ho tswa ho dipatlisiso tsa excavation archaeology, ethnography, ethology, le tsa neurocognitive, ke hlwaya mekgahlelo e meraro ya ditsebi tsa mekete ya meetlo: ba nang boiphihlello le ba hlahelletseng ka mahetla; ba tlwaelehileng; le bomaithutwana. Metako ena ya pente e bontsha hore ditsebi tsa basadi tsa mekete ya meetlo di ne di kgona ho tlola ditlwaelo tsa boitsebiso tsa batho ba tlwaelehileng, empa ditsebi tsa banna tsa mekete ya meetlo di ka di ne le di na le maemo le matla a fetang. Ke sisinya hore metako e ne e sebetsa jwalo ka mokgwa wa ho laola bakeng sa matla a basadi, thuto ya bomaithutwane, le ho hlahisa se lokelang ho ba sona bakeng sa tshebetso ya ditsebi tsa meetlo le batho ba tlwaelehileng. Patlisiso ena e na le bohlokwa bakeng sa ho hlwaya mefuta e fapaneng ya matshwao ba boitsebiso a dihlopha tse fapaneng tsa maSan a Afrika e borwa. / Imizobo esematyeni inika amathuba akhethekileyo ophando lweemeko ezingqonge isini ngoba le mizobo ibonisa indlela abaziveza ngayo abantu abathile ngokwenkcubeko yabo. Isifundo sam ngobufazi siphanda ngohlanga lwama ‘San/Bushman’ okanye Amaqhakancu/abaThwa nekuphandwe kancinci ngabo, injongo ikukuqonda ubume bobuntu babo kwiindawo ngeendawo. Olu phando lwenziwe ngokuhlalutya imizobo esematyeni engama-2852 ekwiingingqi ezimbini eziseMntla-Mpuma Koloni, eMzantsi Afrika. Ngokusebenzisa uphando olusekelwe kubungqina bamanani nobusekelwe kwiingxoxo nokuzathuza kwanobungqina obuvezwe zizinto ezigronjwe/ezigrunjwe kwiziza zakudaladala, obuvezwe kwiinkcazelo zenkcubeko yabantu abahlukeneyo, obuvezwe kwiinkcazelo zoluntu xa lujongwe ngokwenkalo yendalo (i-itholoji) nobuvezwe kwizifundo zokuqiqa nokusebenza kwengqondo, ndiphawule iindidi ezintathu zeengcali zezithethe: abanamava nolwazi olubalaseleyo; abanolwazi oluqhelekileyo; abangenalwazi kangako. Le mizobo ibonisa ukuba iingcali zezithethe zamadoda nezabafazi zinakho ukubona ngaphaya kwendlela ababona ngayo abantu jikelele, kodwa kusengenzeka ukuba iingcali zezithethe zamadoda zazinewonga negunya elithe chatha. Ndibona ukuba imizobo yayisebenza njengesixhobo sokulawula amandla neziphiwo zabafazi, ukuqweqwedisa iingcinga zabangenalwazi luthe vetshe, nokuvelisa okulindelekileyo kwindlela yokusebenza kweengcali zezithethe nabantu jikelele. Olu phando lubalulekile ekunakaneni iindidi ezahlukeneyo zokuphawula ubuyena bamaqela ahlukeneyo ohlanga lwamaSan/ Amaqhakancu aseAfrika. / M.A. (Archaeology)

Identiferoai:union.ndltd.org:netd.ac.za/oai:union.ndltd.org:unisa/oai:uir.unisa.ac.za:10500/26531
Date01 1900
CreatorsGreen, Dawn
ContributorsOuzman, Sven, Behrens, Johanna
Source SetsSouth African National ETD Portal
LanguageEnglish
Detected LanguageEnglish
TypeDissertation
Format1 online resource (xviii, 239 leaves) : illustrations, photographs, application/pdf

Page generated in 0.0028 seconds