Spelling suggestions: "subject:"kulondolozo""
1 |
Deciphering maintenance challenges through computerized maintenance management system in Ethiopian manufacturing industriesHunegnaw, Zerihun Tariku January 2020 (has links)
Abstracts in English and Xhosa / Given the need for prompt responses to today’s dynamic market, maintenance and maintenance management functions are becoming increasingly fundamental for industrial companies. Reduction of waste and bottlenecks, particularly the reduction of overproduction and work in process, accentuates the impact of malfunctions or failures of equipment on production. As such, it has become ever more urgent for proactive world-class maintenance to turn to computer-based support for efficacious management. To successfully manage activities such as the scheduling of activities, the planning of preventive maintenance actions, the analysis of data (to reduce the occurrence of malfunction and failures), and augment the absolute performance of the maintenance function, industrial companies implement information systems enabled by computerised maintenance management systems (CMMS) to deliver timely and accurate information. However, while various CMMS are available on the market, not all meet the exactitudes of each industrial company. The overall objective of this thesis is threefold: to explore major barriers and obstacles that have a negative impact on implementing CMMS; to identify the most common critical success factors (CSFs) that have a positive impact on implementing CMMS; and to develop an optimised CMMS model suitable to the context of Ethiopian manufacturing industries. To achieve this, an exploratory descriptive research design was employed, utilising both quantitative and qualitative data-gathering techniques, including structured interviews and questionnaires. Both qualitative and quantitative findings Suggest that the most important CSFs for CMMS implementation were work planning and
scheduling and work identification and responsibilities, while the Ethiopian manufacturing
firms lagged behind in the case of information technology and appraisal. Overall, key isues in maintenance management range from several maintenance techniques, information systems, scheduling, and optimisation models. This thesis is projected to be a useful source of information for both maintenance managers and stakeholders in CMMS decision making. It also creates opportunities for future research in this area of study. / Ngenxa yesidingo seempendulo ezikhawulezileyo kwimarike yanamhlanje eguqukayo,
ukulondoloza kunye nololondolozo lwemisebenzi yolowulo ziya zisanda ngokubaluleka
kwiinkampani zoshishino. Ukuncitshiswa kwenkcitho kunye nokuxinana kwindawo
eziphezulu , ngakumbi ukucuthwa kwemveliso egqithisileyo kunye nokusebenza kwinkqubo,
kunyusa ifuthe lokungasebenzi kakuhle okanye ukusilela kwezixhobo kwimveliso. Kananjalo,
kuye kwangxamiseka nangakumbi kulondolozo lwenqanaba lehlabathi ukuba liphendukele
kwinkxaso esekwe kwikhompyutha ukwenzela ulawulo olusebenzayo.
Ukulawula ngempumelelo imisebenzi efana nokucwangciswa kwemisebenzi, ukucwangciswa
kwezenzo zolondolozo zokukhuselo, ucalulo lwedatha (ukunciphisa ukwenzeka
kokungasebenzi kakuhle kunye nokusilela), kunye nokwandisa ukusebenza ngokupheleleyo
komsebenzi wolondolozo, iinkampani zamashishini zisebenzisa iinkqubo zolwazi ezenziwa
ziinkqubo zolawulo lokulondoloza ngekhompyutha (i-CMMS) ukuhambisa ulwazi
oluchanekileyo kwangexesha.
Nangona kunjalo, ngelixa ii-CMMS ezahlukeneyo zifumaneka kwimarike, ayizizo zonke
ezihlangabezana ngqo nemilinganiselo yenkampani nganye yemizimveliso. Eyona njongo yale
ngcingane ebhaliweyo engqinelwa ziingxoxo, ithisisi ihlulwe kathathu: ukuphonononga
imiqobo engundoqo kunye nezithintelo ezinefuthe elibi ekuphumezeni iiCMMS; Ukuchonga
ezona zinto zibalulekileyo zempumelelo (CSFs) ezinefuthe elihle ekuphumezeni iCMMS;
kunye nokuvelisa imodeli ye-CMMS elungele imeko yemizimveliso yase-Ethiopia.
Ukufezekisa oku, uyilo lophando oluchazayo lwasetyenziswa, kusetyenziswa ubuchule
bokuqokelela idatha eninzi kunye nesemgangathweni, kubandakanya udliwanondlebe
olulungiselelweyo kunye nephepha lemibuzo.Zozibini iziphumo ezedatha esengangathweni
kunye nedatha ngokobungakanani zibonisa ukuba ezona CSFs zibalulekileyo ekuphunyezweni
kweCMMS yayikukucwangciswa komsebenzi nokucwangciswa nokwenza uludwe lweenkqubo
kunye nokuchongwa komsebenzi kunye noxanduva, ngelixa iifemu zemveliso zase-Ethiopia
zisasele ngasemva kwimeko yolwazi lwetekhnoloji kunye novavanyo.
Kukonke, imiba ephambili kulawulo lolondolozo isukela kwiindlela ezahlukeneyo zobuchule
zolondolozo, kwiinkqubo zolwazi, kuludwe lokwenziwa kweenkqubo zolwazi, kunye
neemodeli ezigqibeleleyo. Le thisisi kuqikelelwa ukuba ingumthombo wolwazi oluluncedo
kubo bobabini abaphathi bezolondolozo kunye nabachaphazelekayo ekuthathweni kwezigqibo
kwiCMMS. Ikwadala amathuba ophando lwexesha elizayo kulo mmandla wokufunda. / Business Management / DBL (Business Leadership)
|
2 |
Strategic management of conservation areas: a systems thinking approach to sustaining complex multi-stakeholder organisationsBuys, Adriaan 11 1900 (has links)
Land under conservation is critical for biodiversity. South Africa has not achieved the Aichi 11 biodiversity target, which is set to allocate 17% of terrestrial land as protected areas by 2020. South Africa has, however, been an example, globally, how private conservation can fill the gap. It is essential to optimise how conservation businesses strategically plan for long-term financial and environmental sustainability taking into account complex environmental, societal, and industry variables to keep conservation areas viable under financial pressure. An inductive qualitatively driven concurrent mixed-method research design is followed and results synthesised using a systems thinking approach. The study investigates contemporary generic strategic planning frameworks such as the Porter’s five forces model but found them to have limited use in the conservation tourism industry. The critical variables conservation area managers need to include in their strategic planning are classed in five significant categories, namely environmental, societal, economic, industrial, and business variables. The research proposes a strategic planning framework which includes a strategic planning and iterative phase, taking into account the interrelatedness of the significant variables. / Grond onder bewaring is van kritieke belang vir biodiversiteit. Suid-Afrika het nie die Aichi 11-biodiversiteitsdoelwit bereik wat daarop gemik is om teen 2020 17% van die terrestriële grond as beskermde gebiede te verklaar nie. Suid-Afrika was egter wêreldwyd ’n voorbeeld van hoe privaat bewaring die leemte kan vul. Dit is noodsaaklik om die wyse waarop bewaringsondernemings strategies beplan vir langtermyn finansiële en omgewingsvolhoubaarheid te optimaliseer, met inagname van ingewikkelde omgewings-, samelewings- en nywerheidsfaktore om bewaringsareas onder finansiële druk lewensvatbaar te hou. ’n Induktiewe kwalitatief-gedrewe gelyktydige gemengde-metode navorsingsontwerp word gevolg en resultate met behulp van 'n sisteem denkebenadering gesintetiseer. Die studie ondersoek eietydse generiese strategiese beplanningsraamwerke soos Porter se vyf-kragte-model, maar het bevind dat hulle beperkte toepassing in die bewaringstoerismebedryf het. Die kritieke veranderlikes wat bewaringsgebiedbestuurders in hulle strategiese beplanning moet insluit, word in vyf belangrike kategorieë, naamlik omgewings-, samelewings-, ekonomiese-, nywerheids- en sakefaktore, ingedeel. Die navorsing stel ’n strategiese beplanningsraamwerk voor wat ’n strategiese beplannings- en iteratiewe fase insluit en van die onderlinge verband tussen die belangrike veranderlikes in ag neem. / Umhlaba ophantsi kwenkqubo yolondolozo-ndalo ufuneka kakhulu ekwandiseni ubukho beendidi-ndidi zendalo. UMzantsi Afrika awukafikeleli kwiThagethi LaseAichi Le-11 leendidi-ndidi zendalo, lokusikwa kweendawo ezifika kwi-17% yomhlaba ongengomanzi zibe ziindawo ezikhuselweyo engadlulanga u-2020. Nakuba kunjalo, uMzantsi Afrika uye wangumzekelo, kumazwe-onke, wendlela esingavalwa ngayo esi sikhewu lulondolozo lwabucala. Kuyafuneka kakhulu ukuba ziqiniswe iindlela zamashishini olondolozo-ndalo zokucwangcisa ngobulumko esenzela ukuba imali kwaneendawo-zendalo zihlale ixesha elide. Oku kuqiniswa makwenziwe ngokuthathela ingqalelo iimeko-meko ezingelula zemo-yendalo, nezentlalo-bantu, nezalo msebenzi wolondolozo, ukuze iindawo zolondolozo-ndalo zigcineke zisebenza nakumaxesha okushokoxeka kwemali. Olu phando lwenziwe ngokohlobo-phando oluyi-inductive qualitative research kunye nomxube weemethodi, zaza iziphumo zaxelwa ngokwendlela eyisystems thinking approach. Olu phando luphicothe izikhokelo zocwangciso olunobulumko eziludidi-lunye zexesha elinye, ezinjenge Porter’s five forces. Kodwa lufumanise ukuba ziyasilela kulo msebenzi wolondolozo nokhenketho. Iimeko-meko ezingundoqo ekufanele ukuba zisetyenziswe ngoomanejala beendawo zolondolozo-ndalo kwizicwangciso ezinobulumko zabo zihlelwe zaba kwizintlu ezibalulekileyo ezintlanu, ezizezi: ezeendawo-zendalo, ezentlalo-bantu, ezoqoqosho, ezalo msebenzi, nezamashishini. Olu phando ke luphakamisa isikhokelo socwangciso olunobulumko esiquka ucwangciso ngobulumko olunesigaba sophinda-phindo, nesikuthathela ingqalelo ukuphinyelana kodlelwano lwezi meko-meko zibalulekileyo. / Environmental Sciences / Ph. D. (Environmental Management)
|
Page generated in 0.0301 seconds